OoMbathane,
OoMatshaya,
OoXesibe,
OoNondzaba,
OoKhandanyawana,
OoBhaca,
OoHlaba lidliwayo
Enye indlela yokuzithutha koo Khuma
Xesibe,
Khuma,
Mbathane,
Nondzaba,
Dabuko,
Khandanyawana,
Matshaya,
Sabel’ uyabizwa emazibukweni
OoMbathane,
OoMatshaya,
OoXesibe,
OoNondzaba,
OoKhandanyawana,
OoBhaca,
OoHlaba lidliwayo
Xesibe,
Khuma,
Mbathane,
Nondzaba,
Dabuko,
Khandanyawana,
Matshaya,
Sabel’ uyabizwa emazibukweni