Iziduko zama Khuma Clan Names
ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
OoMbathane,OoMatshaya,OoXesibe,OoNondzaba,OoKhandanyawana, OoBhaca,OoHlaba lidliwayo Enye indlela yokuzithutha koo Khuma Xesibe,Khuma,Mbathane,Nondzaba,Dabuko,Khandanyawana,Matshaya,Sabel’ uyabizwa emazibukweni