Iziduko Zoo Bhuku Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Bhuku,
NgamaXesibe ke la,
OoSinqasha,
OoNkamangana,
Umfaz’obele lide phesheya komlanjana

Enye indlela yokuzithutha koo Bhuku

Bhuku,
Sinqasha,
Nkamangana,
Umfaz’ obele linye,
Elincelisa iintsana zonke,
Naphesheya komfula

6 thoughts on “Iziduko Zoo Bhuku Clan Names”

  1. Izithakazelo zakwa Bhuku
    Bhuku
    Sinqashe
    Nkamangane
    uMfazi webelelide oncelisa
    Nanga Phesheya komfudlazana

    uBhuku uyiNdodana yesithathu yeNkosi uXesibe kaMganu ka Xesibe ka Njanya ayizala kwelase Mpanza noMdloti e Greytown kumhlaba ka Xesibe
    uBhuku ulama uMlatsheni no Nxontsa

    Reply
      • uJaku ngenye ye Family Names zakwa Bhuku just like Sandala,Sifolo ect yenanke uzalwa ngu sifede ka Mnyelela ka Mbhamla kwagqiba ngokuphuma akhe uSapho lwakhe kwathi inAla yakhe yazibiza ngokuba ngabakwa Jaku ooBhuku

        Reply
        • ie Dandala,Sifolo,Sifede,Mzimba ect ngoNyana besende lika Mbhamla kodwa uJaku yena uzalwa ngu Sifede ka Mnyelela ka Mbhamla ka Mbhelu ka Nkamangana ka Sinqashe ka Bhuku ka Xesibe II ka Mganu ka Xesibe I ka Njana ka Luswazi(Sibiside) ka Malangana(Sidweba) ka Ndlozela ka Langa ka Mzingelezane(Khuboni) ka Mzobo ka (uMumbi) ka Nkosi ka Dlamini . Lendlu ke kaMntwaneNkosi uNjana yaphuma kuBambo yayozimela ngezindlu Ayo uXesibe I oyiMfusi ka Mpondo no Mpondomse yamisa ooThukela(Natal) 500 years ago iKomkhulu layo lalise Greytown lapho namhlanje kwakhe khona aBantu bakwa Zondi ukuya eMfulenii Mpanza,eMdloti,Mnambithi eMnhlumayo,Escouurt engakaFiki namaHlubi kuloMhlaba,Marisburg nase Bulwer ukuya eMfulamhle Mzimkhulu yilapho amaXesibe wonke wayezinze khona namhlanje uzofumana maXesibe amaninzi wakwa Nxele e Marisburg kunye no Dandala abambalwa,ukuya eMsinga ebaThenjini,emaChunwini kwa Majozi uzothola uNxele oomshazi ooChule ,kwelase Vrede uzoThola uDandala no Nxontsa,eMzimkhulu uzoThola uBhuku(Njubane,Nontonga,Jakub bese eMfulamhle NMZ uzothola uNcosa,kunye no Gcuma,Sinama

          Kuthi e South Coast eMgababa Kzn uzoThola uBhuku no Nxele ,eShowe uzoThola uNhlumayo noNxele,no Gcuma bese kuthi e Richmond uzothola uSinama ongu Fakazi Kanye no Nzabela,eMnambithi eLenge naseMnhlumayo uzoThola uSinama,Gcuma,Nhlumayo bese kuthi yonke iNdlu ka Xesibe I eNkulu, eKhohlo Kanye ne Qadi iTholakale e Eastern Cape eka Ntozabantu nayiya kwelabaThembu baka Vusani Ahh Ngubengcuka eCacadu,Mqanduli,enye eLibode,iKhohlo labo uSodladla nanguya ngaphantsi kwamaBhaca. Kube yiQadi lona likuMhlaba walo ka Xesibe II ka Mganu emaXesibeni ka Mganu e Mount Aylief.

          amanye amaXesibe asezindaweni ezifana no Bizane yilawo ahamba noNkosikazi weNkosi uMsesane(Mjoli) ka sinama uGabela wamaBhele uNomdade ka mDingi no Jojo wamaBhele wayomisa e Bizane mhla behlukana noMjoli Kuba engafunanga ukuncedisa uMdingi emfazweni eyayiphakathi kwamaBhele Kanye namaBhaca yiyo leNkosikazi eyazala uMbulawa uNyana wokuqala oyizibulo lika Mjoli ewayefanele athathe ubuKhosi bakwa Sinama ngelishwa bohlukana abaZali.aba ye base Monti,Mthatha,Ngcobo ect

          ooBhuku aba ngabaNtwanabenkosi ie the Prince 🤴 of iNkosi uXesibe II ka Mganu ( uNyana weQadi ) lika Xesibe wokuqala ,uBhuku ulandela uMlatsheni yena alandele uNxontsa ka Xesibe II Amazonas iziNkulu ngokuzalwa kwa Xesibe I kodwa ngenxa yamaGalelo kunye nobuGorha babo bazenzela udumo kunye neNdlu yasekunene lika Xesibe II eka Dinekile ie Di owabuye waziwa ngelika Di woHlanga mhla ezifumanela ubuKhosi.

          Reply
    • Molo Busi, Enkosi ngalo myalezo. ndisifakile isicelo kumphandi wethu asazise banzi ngesi sicelo sakho.

      Reply

Leave a Reply