Iziduko zoo Myirha Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Myirha,
Ziyeka,
Sampu,
Hala,
Zondi,
Dodo,
Langa,
Thambo lenyoka lihlaba abamzondayo,
Gxaba,
Khapha,
Nzilane,
Toto kaGwija,
Mahobe

Leave a Reply