Iziduko zoo Nyase Clan Names
AmaMpondo Nyase,Mduma,Bhobhoza kaMgqiwane,Nothintwa ongathintwayo ungamthinti lo mntwana uzakukuxaka,Icala lenkomo emdaka,Ndzabela,Ntsebeza,Umfaz’obelelinye oncancis’okungaphetsheya,Fenjana kafebana ogangathel’ abanye bedl’ubomi,Oonoshukumis’imivalo,Oohombe AmaXhosa Nyase,Mduma,Bhobhoza,Cala lenkom’ emdaka,Nothintwa ongathintwayo,Ungamthinti lo mntwana uzakukuxaka,Nzabela,Ntsebeza