Bhukhwana,
Mbarha,
Mpofu,
Mtshobo,
Phaphu lesilo,
Phaphu lengonyama,
Into ezingaphathwa mntu ngoba zizinkosi ngokwazo
Iziduko zama Bhukhwana Clan Names
ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
Bhukhwana,
Mbarha,
Mpofu,
Mtshobo,
Phaphu lesilo,
Phaphu lengonyama,
Into ezingaphathwa mntu ngoba zizinkosi ngokwazo