Gabisa,
Mzeshe,
Mphapha,
S’godlwana,
Malandelwa ntombi ithi ndizeke,
Bhekwa lilanga,
Khululeka,
Dwayi,
Dawede
Iziduko zoo Gabisa Clan Names
ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
Gabisa,
Mzeshe,
Mphapha,
S’godlwana,
Malandelwa ntombi ithi ndizeke,
Bhekwa lilanga,
Khululeka,
Dwayi,
Dawede