AmaXhosa
Cekhwe,
Matshayela,
Ntshengecane,
Xhaka lilambile,
Mbazulwana,
Mathab’ umelwayo,
Malahlek’ ebaleni njengenaliti,
Into entle seyikhala,
Into eth’ ihluthi noba ilambile ngenxa yozithanda,
Umakhukhula,
Unangananga nasendlovana,
Vukuz’ umbethe xa kusayo,
Noyhinina namhl’ angenzanga nto
AmaMpondomise
Cekhwe,
Tshayela,
Juta,
Qengeba,
Mphankomo,
Ntshengecana,
Ngwanya,
Xhaka lilambile lingalambelanga nto yamntu,
Mfaz’ obele linye,
Thole loMthwakazi