Iziduko zoo Myirha Clan Names
ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
Myirha,Ziyeka,Sampu,Hala,Zondi,Dodo,Langa,Thambo lenyoka lihlaba abamzondayo,Gxaba,Khapha,Nzilane,Toto kaGwija,Mahobe
Myirha,Ziyeka,Sampu,Hala,Zondi,Dodo,Langa,Thambo lenyoka lihlaba abamzondayo,Gxaba,Khapha,Nzilane,Toto kaGwija,Mahobe
Ndungwana,Bhejula,Diya,Maqath’ alukhuni,Vela bambhentsele,Hala,Bukhali bantonga,Krali,Soze,Ngibiselwano,Isagweba esaval’ iindonga kukubi,sandla senkosi,Msimelelo,Buhle bendoda zinkomo,Themba lamagwala
Mcube,Hala,Sopitsho,Yemyem,Ngqolomsila,Velababhentse,Dunakazi,Cedume,Toyi,Mguti,Nxeko