Nqana,
Mdanda,
Nakise,
Nomakhungela,
Mvece,
Rhorho,
Zozi,
Dlala alidliwa
Lidliwa ngabalaziyo,
Ngqwala kaNgqokazi,
Ntsika zimnyama,
Sihobo sikaMona,
Malandul’ eyiphethe,
Sicabha esihle sokwandlalel’ abatshakazi,
Noba ndimbi nditya ngeceph’ elitsha
Iziduko zoo Nqana Clan Names
ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso