Iziduko zoo Nqana Clan Names
ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
Nqana,Mdanda,Nakise,Nomakhungela,Mvece,Rhorho,Zozi,Dlala alidliwaLidliwa ngabalaziyo,Ngqwala kaNgqokazi,Ntsika zimnyama,Sihobo sikaMona,Malandul’ eyiphethe,Sicabha esihle sokwandlalel’ abatshakazi,Noba ndimbi nditya ngeceph’ elitsha