Nkabane,
Majeke,
Mthiwembotyi,
Noqazo,
Mayeye,
Ndluntsha,
Nkomo zikaMarhama,
ZikaNgxalenye,
ZikaKhamanzana,
Nyawo zipinki noba zinentsente,
Mthondwana,
Mbuswana,
Nywabelenmtwini,
Mfaz’ obele linye,
Nkomo zawaNteki,
Mabandla kaRhanjana,
Mzilanto
Iziduko zoo Nkabane Clan Names
ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso