Iziduko zoo Mthwana Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

OoFulela wanetha.
OoMalandelwa zintombi zithi ndizeke.
OoMbhucwa,
OoSabelo,
OoMpemvu,
OoMsuthu

Enye indlela yokuzithutha yoo Mthwana

Mthwana,
Mpemvu,
Sada,
Macekwana,
Njilo,
Tshani bendlela,
Oobang’ inyama,
Fulela wanetha

Leave a Reply