Mpangele,
NgabakwaDlomo,
AbakwaMagwala,
S’betho,
Rhoshi bubuhle,
Silika,
BakwaMarofana,
NgabakaMficikazi,
BakaMvinjwa
Iziduko zoo Mpangele Clan Names
ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
Mpangele,
NgabakwaDlomo,
AbakwaMagwala,
S’betho,
Rhoshi bubuhle,
Silika,
BakwaMarofana,
NgabakaMficikazi,
BakaMvinjwa
Mna ndinguZamekile Mayiya
Cela ukwazi banzi ngesiduko esingaMazongozi ooMadla
Molo, asikabinalo ulwazi oluthe vetshe okwangoku kodwa sizokucelela kumbhali.🙏