NgabaMbokaz’ abaluhlaza,
BaseMpofana, noThukela nomZimkhulu,
Bahle, bafana nesibi sokuthwasa komnyaka,
Ng’abaseLwandle, baseLwandl’ oluBomvu,
Olungawelwa ngabantu, oluwelwa ziinkonjane zodwa,
Zona ntaka ziphaphamayo,
Ng’abamehl’ azitha,
Ngaba kwaLufutha,
Basetyen’ elimnyama lasemanzini
Iziduko zoo Masingila Clan Names
ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso