Iziduko zoo Mahlawe Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Mahlawe,
Ndzama,
Mrhume,
Hosiyana,
Mpiyakhe,
Mgumla,
Chemane,
Guqa bathi zole,
Mashiy’ amahle njengenyamazane,
Mban’ ezulu.

Enye indlela yokuzithutha koo Mahlawe

Mrhume,
Nzama,
Hosiyana,
Mpiyakhe,
Mgumla,
Chemane,
Mashiyi,
Amashiy’amahle njengenyamazane,
Guqa bathi zole,
UMban’ezulu.

Leave a Reply