Hegebe,
Ngobe,
Mduduma njengezulu,
Ndala,
Ngwityi,
Mdiya,
Ngaleka,
Mkhasela,
Ntozi kaHolomisa,
Maqath’ alukhuni,
Ngubengcuka,
Bazindlovu
Enye Indlela yokuzithutha koo Hegebe
Hegebe!
Mbathane,
Matshaya,
Xesibe,
Khandanyawana.
Ngubendala,
Galeka
Ngobe,
Ndala,
Mduduma,
Zulu liyazongoma,
Holomisa,
Mntungaye,
Mntuzibulala!