Iziduko Zama Vundle Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

UBhayi,
UKhetsha,
UMev’amhlophe,
UTsokobha,
UMkhwe,
UChamsholo,
UGwaca.
UMpiyeza
UNyok’emnyam’ecand’iziziba,
UMSuthu,
UGobhozi

Enye indlela yokuzithutha yoo Vundle

Mfukeni,
Vundle,
Msuthu,
NgabakwaSokhulu,
BakwaNqabande,
BakwaNtong’ ayikhethi nakumkhwekazi,
NgabakwaLujwana-Gasa,
BakwaMnqamarosho,
Nin’ enenda nezinti zikaGubela udade boBhungane,
NgabakwaMathomba-endile nje ngentombi,
NgabakwaMkhonto wazonda kwaZithana,
NgabakwaHlanti,
BakwaLudonga-dilika

Leave a Reply