OoJuta,
OoJali,
OoNtlotshane,
OoMlanjana,
OoNtam’bomvana,
OoNtlithana,
Oamaqath’alukhuni akanqatywa nazizinja,
Ziwanqaba ngokunyoluka.
Oonkomo zakwaMvetshane
Enye indlela yokuzithutha koo Mpemvu
Mpemvu,
Jali,
Juda,
Ntlotshane,
Nomlomo,
Mvetshane,
Mgqub’ awupheli kuphel’ iinkomo,
Gqongo,
Bumela,
Ngqawa,
Ngciva