Iziduko zoo Nqukhwe Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Nqukhwe,
Mgaza,
Mbinda,
Sithulutya,
Mqolokwana,
Mgabaza ongafiyo obulawa lukhula kuphela,
Gwac’ osingcu,
Dinda

Leave a Reply