Iziduko zoo Nozulu Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Nozulu,
Mpafane,
Mchumane.
Macocobela,
Mpangazitha,
Liyasa liyasibekela.
Mazalankosi
Mbanguba
Thukela

Leave a Reply