OoGaba,
OoThithiba,
OoCihoshe,
OoMntu womlambo,
OoNozinga,
Oosula ngomkhunyu kulanjwa,
OoZihlobo zoMjobi,
OoZiyabiza ngesizib’esithethayo,
Oojuba likhwel’emthini lingenanyawo
Iziduko zoo Ngqosini Clan Names
ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso