Ndlovana,
Umzi owavela kuqala,
Mdzala mzi,
Di wohlanga,
Ndlebe zikhany’ ilanga,
Mkheleka
Iziduko zoo Ndlovana Clan Names
ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
Ndlovana,
Umzi owavela kuqala,
Mdzala mzi,
Di wohlanga,
Ndlebe zikhany’ ilanga,
Mkheleka