Ngqwili,
Nondlobe,
Ngcwina
Enye indlela yokuzithutha koo Mqadi
Mqadi
Ngcinase kaNgcwina,
Wungushe,
Qhuswana,
Mbaba,
Deku,
Qongqa,
Mbinyashe,
Doloshe,
Ntiniswa,
Malal’ eqhingeni avuke necebo,
Ngxowa zimdaka,
Maphila kuzenzela,
Mqadi owavela kuqala ilanga lingekaphumi,
Ekhatshwa yinkwenkwezi emhlophe netshoba layo,
Isuka eMpumalanga isiya eNtshonalanga