OoKhwalo,
OoMlanjana,
OoNcuthu,
OoNcuthumazangwa,
Mnikwa nto,
Ongazithatheli into yomntu,
Ngaphandle kokuba ayinikwe
Mnqiwu,
Mchako
Iziduko zoo Khwalo Clan Names
ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
OoKhwalo,
OoMlanjana,
OoNcuthu,
OoNcuthumazangwa,
Mnikwa nto,
Ongazithatheli into yomntu,
Ngaphandle kokuba ayinikwe
Mnqiwu,
Mchako
Iziduko okanye izithakazelo zaMaZangwa aziphelelanga.Uyedlula apha uthi;
Sohobese
Nqene
Debeshe
Mchenge
Sikhonkxo sentsimbi zabelungu
Mlambo awuwelwa uwelwa zinkinjane
Nkonjane emnyama ebhabh’emafini
Nkuma
Molo, Nceba
Enkosi kakhulu ngolulwazi sizakuqinisekisa ukuba siyazongeza.
Leka sohobese cz bendiphupha ziduko bt ndibambe le qha ndizilibele ezinye
Molo Yondela, Enkosi ngale comenti. andiyazi noba ndikuva kakuhle ukuba ubunephupha apho uchazelwa iziduko. khawujonge ezi zilandelayo kuba nazo zinabo ooSohoshe, mhlawumbi ziza kukwenza ukhumbule nto. Landela le linki: https://iafrika.org/xh/iziduko-zoo-mzangwa-clan-names/
I just need to mention one thing.The Khwalos roots are Koisani where the name Khwalo originates from. Koisani the hair,body built more so female bums and males upper body are the same as their Koisan roots.By saying that I do not mean that the coloured community who claims to be Koisan are not.When looking at them together with the K
hwalos the is definatelly a good resemblens in both races.Khwalos go back to your root.
Molo Nombini, Enkosi ngale nkcukacha. Andinakungqina ndingenako nokuchasa ngolu lwazi unalo loKhwalo. siyabulela ukuva uluvo lwakho