Blangwe,
Nqarhi,
Nzalo,
Nzila kaNzothwana,
Vangevumba,
AmaBlangwe amnyama neenkomo zawo,
Ntswayibana,
Noni.
Iziduko zoo Blangwe Clan Names
ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
Blangwe,
Nqarhi,
Nzalo,
Nzila kaNzothwana,
Vangevumba,
AmaBlangwe amnyama neenkomo zawo,
Ntswayibana,
Noni.
Ndicela uva ngendlela yokuzithutha kwe siduko sakwablangwe,ngoba abanye bathi singoomtshikitsha oobhekizulu njalo-njalo.
Molo Zandisile, Nceda ulandee le linki: https://iafrika.org/xh/iziduko-zoo-blangwe-clan-names/