Mbamba
Krila,
Thangana,
Bolose.
Sihlobo sikaGcaleka,
Rhaso,
Tshobathole kaNgqika,
KaNdlambe kaRharhabe
Bhodl’inja.
Iziduko zama Mamba Clan Names
ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
Mbamba
Krila,
Thangana,
Bolose.
Sihlobo sikaGcaleka,
Rhaso,
Tshobathole kaNgqika,
KaNdlambe kaRharhabe
Bhodl’inja.