Mgiqwa,
Jikijwa,
Mvaba,
Ntoyosana,
Ti’kayivani nempokotho,
Togu,
Nkosana,
Nonesi,
Thotywayo,
Hlez’impondo,
Somabhulwana,
Belethe,
Solawukazi,
Ngxalaba libanzi,
Mathala nesizwe emqolo,
Mdeyama,
Jingqi,
Xhoboyi,
Mondisa,
Oontshinga ayikhwazwa ikhwazwa ngabayaziyo,
Magqabi angadliwa naziBhokhwe
Enye indlela yokuzithutha koo Mgiqwa
Mgiqwa,
Jikijwa,
Pelu,
Wohle,
Thotywayo,
Ntoyosana,
Ntsheco,
Ngqila,
Sijoko,
Nkosana,
Somabholwana,
Solawukazi,
Ngesaba,
Ndwesha,
Ntshinga kaKhwaza,
Khawuta,
Gcaleka,
Jingqi,
Mondiswa,
Mvamba,
Abagweq’ imvaba ngemilenze,
Abanye bemhomh’ iselwa ngomlomo,
Gxalaba libanzi,
Mathwalana nesizw’ emqolo
ekhaya sithi, “Giqwa Ntsinga Jikijwa Mvaba Nkosana Izingelamahlathi Bambana Mqhokrwa ka Ndeshe uBambingwengomsila, badla ngokuthi thina asingabo ooThotywayo
Molo Liyema, Powu! lityebiile ikhaya lakowethu. Enkosi ngalu lwazi sizakuzama ukuba sizongeze iindlela zokuzithutha kwaGiqwa