Abantu
Amaqhalo ngobuntu
Umzekelo. Angade avimbe nomhambi lo nokuba liqhekezana sibe isisu somhambi singesingakanani singaphambili, ngemva ngumhlonzo.
Amaphupha ngomntu omdala
Ukuba uphupha umntu omdala, oko kunokuthetha ukuba umntu unokukunceda kwiingxaki zakho kungekudala. Ukuba ufuna imali, umntu angakunika imali mboleko.
Amaphupha ngabantu abangasekhoyo
Singabantu sikholelwa ekubeni abangasekhoyo emhlabeni abasishiyanga kwaphela basekunye nathi ngokomoya. Amaxesha amaninzi sibonana nabo emaphupheni. Nangona kunjalo xa sidibana nabo ngokomoya emaphupheni kuxhomekeka ukuba sibaphuphe besenzani ntoni na kwaye besithini. Kwakhona kuyakufuneka siqaphele ukuba amaphupha ngabantu abangasekhoyo alawulwa okanye asenokuchazwa ngokwahlukileyo. Xa uphupha abantu bakokwenu abangasekhoyo, ngamanye amaxesha bafuna izinto kuwe.Ngamanye amaxesha sukuba befuna ukukulumkisa …