Iziduko zama Hlubi Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

AmaHlubi ngabantu abaneziduko ngeziduko ezahlukeneyo kodwa babe beluhlanga lwamaHlubi okanye isizwe samaHlubi. Umbhali wakudala nowayengumphandi wemvelaphi yesizwe samaHlubi uMnumzana H.M. Ndawo ulenzile igalelo lokudwelisa iziduko zamaHlubi njengoko kubhalwe ngezants’ apha: Dakana,Dinwa,Dladla,Dlamini,Dlomo/Dhlomo (Ingenguye lo unguMadiba),Dongwe,Dontsa,Duma,Gambu,Gatyeni,Hlangebi,Hlatywayo,Jali (Ingenguye lo unguMpemvu),Khambule – Mncube,Khasibe,Khesa,Khumalo,Langa,Lubelo,Ludwala,Mabaso,Maduna,Makhunga,Maphetha,Mashiyi,Masingila,Masoka,Mayaba,Mazibuko,Mbambo,Mbanjwa,Mbongwe,Mdluli,Miya,Mkhwane,Mlandu,Mnguni,Mntambo,Mpangela,Mpila,Msi-Skhosana,Msimanga,Mtungwa,Mvemve,Mvulane,Nala-nzima,Ndaba,Ndana,Ndlangisa,Ndlela,Ndlovu (Ndhlovu),Ndumo,Ngcobo,Nkala,Nkomo,Nkosi,Nkwali (Maphela),Ntambo,Ntethe,Ntlaphu,Phakathi,Radebe (Hadebe),Sibalukhulu,Sibiya,Sithole,Shandu kaNdaba,Shweme,Thuse,Tolo,Tshabalala,Tshabangu,Vundle,Xaba,Xolo (Manci),Zengele (Thiyane),Zondi,Zulu(Radebe) Olu luhlu akusukuba luzichaze zonke iziduko zamaHlubi. Kaloku angangehlabathi yolundi …

Funda okunye

Iziduko Zoo Miya Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Gcwanini,Sibewu,Sijekula,Salakulandelwa Enye indlela yokuzithutha koo Miya Miya,Gcwanini,Sibewu,Mancoba,Mabuzu,Moniwa,MacobeUVezi, Umali ebomvu,UMfaz’ obhinqel’ ehlangeni.ISijekul’ esal’ ukulandelwa,Ulandelwa ngumtyholi,Uzembe emhlan’ ubang’ adliwa ntaka,Nkomfa ayithambi ithamba emhlanjeni,Abakwamlambo awuwelwa uwelwa zinkonjani kuphela,Ubhincela ehlangeni amadoda ebhincela ezinqeni,Uzembe emhlan’ ubang’ adliwa ntaka,Tukuta,URheqwa,Ugxogxothwane.