Iziduko zama Hlubi Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

AmaHlubi ngabantu abaneziduko ngeziduko ezahlukeneyo kodwa babe beluhlanga lwamaHlubi okanye isizwe samaHlubi. Umbhali wakudala nowayengumphandi wemvelaphi yesizwe samaHlubi uMnumzana H.M. Ndawo ulenzile igalelo lokudwelisa iziduko zamaHlubi njengoko kubhalwe ngezants’ apha: Dakana,Dinwa,Dladla,Dlamini,Dlomo/Dhlomo (Ingenguye lo unguMadiba),Dongwe,Dontsa,Duma,Gambu,Gatyeni,Hlangebi,Hlatywayo,Jali (Ingenguye lo unguMpemvu),Khambule – Mncube,Khasibe,Khesa,Khumalo,Langa,Lubelo,Ludwala,Mabaso,Maduna,Makhunga,Maphetha,Mashiyi,Masingila,Masoka,Mayaba,Mazibuko,Mbambo,Mbanjwa,Mbongwe,Mdluli,Miya,Mkhwane,Mlandu,Mnguni,Mntambo,Mpangela,Mpila,Msi-Skhosana,Msimanga,Mtungwa,Mvemve,Mvulane,Nala-nzima,Ndaba,Ndana,Ndlangisa,Ndlela,Ndlovu (Ndhlovu),Ndumo,Ngcobo,Nkala,Nkomo,Nkosi,Nkwali (Maphela),Ntambo,Ntethe,Ntlaphu,Phakathi,Radebe (Hadebe),Sibalukhulu,Sibiya,Sithole,Shandu kaNdaba,Shweme,Thuse,Tolo,Tshabalala,Tshabangu,Vundle,Xaba,Xolo (Manci),Zengele (Thiyane),Zondi,Zulu(Radebe) Olu luhlu akusukuba luzichaze zonke iziduko zamaHlubi. Kaloku angangehlabathi yolundi …

Funda okunye

Iziduko zoo Mbongwe Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Mbongwe,Mbuyisa,MvemnyamaSondisa,Khoza,Mathobela,Ndima,Ndimande kaQaqaqa,Nozimayile,Nqalela,Nozaqhu,S’gudu seBhokwe,OoNkobe aziphekwa livila, ziphekwa sisikhuthali kuba xa ziphekwa livila zibanyekenyeke,EmaBongweni, apho abafazi bang’avali ng’emivalo bavala ngamakhanda amadoda,AmaBongw’amade aseLangeni,Amahle ase Jikweni,AmaBongwe agid’ agoduke ang’aphiki lithambo lasemzini. Enye Indlela Yokuzithutha zoo Mbongwe NguMakhubu,Zombodze lomudze naselilang’eni,Mbadula,Shobane,Mbuyisa kaKhot,Mkholo lonsundu ngetinyawo takhe,Lowagijimela abeSuthu bebaleka wabaphonsa eMahlosane sadla abafati babo nemiti yabo,Mtingeli wetinyamatane lowabuya ekhaya tekuphuke tinduku takhe,BoMbuyisa beMvemnyama …

Funda okunye