Iziduko zoo Bhane Clan Names
Bhane,Jiliza,Shongweni,Bhalakadudu,Chenge,Somdibela,Qobodwane,Nyok’ eluhlaza eyaluma izitha,Izintombi azithandi thina zothanda abanjani
Bhane,Jiliza,Shongweni,Bhalakadudu,Chenge,Somdibela,Qobodwane,Nyok’ eluhlaza eyaluma izitha,Izintombi azithandi thina zothanda abanjani
Isizwe samaMpondo sinamasiko athi akhokele okanye alawule intlalo yaso ngokobuzwe besiMpondo. Amasiko amaMpondo awohlukanga kuyaphi kumasiko ezinye izizwe ezintsundu, ngakumbi ezalapha eMzantsi Afrika. Into edla ngokohluka kukubizwa kwegama lelo siko. Kodwa malunga onke amasiko onqulo kumenywa ubukho bezinyanya lisasungulwa elo siko de liye kusongwa. Xa selisongwa kudluliswa umbulelo kwizinyanya ngokuthi zikhusele ukufezekiswa kwaloo mcimbi. Amasiko …
Apha kweli khasi kudweliswe nje iziduko zamaMpodo zodwa. Azithuthanga ezo ziduko. Kule ndima kukukhankanya nje ezo ziduko kufikelelwe kuzo. Kodwa umlesi uyakubona ukuba kwakolu luhlu iziduko zamaMpondo zinguMbo nomXesibe, ngoko ke zisenokuba aziphelelanga. Okanye makube ezo zingakhankanywanga zibandakanyeka kwezo ziduko zichaziweyo. Ukuthutha iziduko zamaMpondo kufumaneka kwiqonga lokukhangela elithi www.iafrika.org/xh. Kwakhona kolu luhlu azifakwanga iziduko zabantu …
Njengesizwe esizimeleyo, amaMpondo anolwimi lwawo, isiMpondo okanye isiMpondro. Naso isiMpondo sachatshazelwa kukujongelwa phantsi ngamakoloniyale kwakunye norhulumente wocalucalulo, i-apartheid, ngokuthi siqhushekwe phantsi kolwimi lesiXhosa. Asizange sijongelwe phantsi kuphela, koko kwakuqinisekiswa ukuba siyabhangiswa njengolwimi olukhoyo phakathi kweelwimi zaseMzantsi Afrika. Ulwimi lwesiMpondo lubalelwa phantsi kolwimi ekuthiwa kukuTekela. Oku kuquka ulwimi olusetyenzisa ngamaHlubi, amaNdebele, amaSwati kunye namaBhaca.maxa wambi ayabandakanywa …
Gangatha,Cabe,Ncindesi,Tobhe,Msiza,Ziqelekazi,Hlamba ngobubende,Sukude,Mkhondwana,Santsabe,Mthwa,Sihula,Mpondo,Njanya
Mlungu,Zilo zikaMbomboshe,ZikaNyamka,ZikaMkhonto yimesi,Bafazi thwalan’ iminqwazi nixel’ amadoda,Zilo zikaMpofu ngampondwana,ZikaMathithi
Mkhonde,Sikhondo siyakrakra,Masokana,Mahlab’ inkom’ ingawi,Ithi yakuwa ijongis’ amaphondo kumasebe omlamb’ uThukela
AmaMpondo UNgcwangule,UFita,UKhanandana,UPhelana,Isihlobo sembongolo,Sikhuni somga nesomthole,Mfazi obelelinye owaliphosa pheheya komlanjana bahlutha bonke abasemangcwaguleni,Ntombi ziyamlilela zithi bhuti usishiyela ntoni sikhuthanda nje,Ntombi zithi ndizeke bhuti noba awunankomo,Umntu awagwazumntu emazambaneni Enye indlela yokuzithutha koo Ngcwangule AmaMpondo Qhaba kaLangeni,Nkwenkwezi emhlophe eyaphangel’ ezinye,Sikhuni somthathi somthole nesomthombothi,Sodluma akadlimntu udl’ umntu efile,Ebemdlile ngosisidenge,Somagugula owagudula entabeni ngoba yena ubonela empunzini AmaXhosa Ngcwangule,Tita,Phelwani,Mamenukazi,Qhaba kaLangeni,Nkwenkwezi emhlophe …
UBhala kaDududu,Mabhala ngozipho,Ebhalel’edolweni Enye indlela yokuzithutha koo Bhala Bhala,Dududu,Mhlambi olala intaka hazi zolala phi kutshile nje.Zithonga ezithathu esesine yimpazamo,Nomeyisi,Thombela,Sgwaqu,Inyoka emnyama eyakhohlwa umngxunya wayo yangena kowerhamba,Helehele,Ntlantsi yentsimbi,Manjo,Nomgabho