Intsomi yesiXhosa: U-Alibhabha namasela

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Kwathi ke kaloku ngantsomi. Kwakukho umfo othile ekwakusithiwa ngu-Alibhabha. Lo mfo wayehlala nomfazi wakhe kunye nabantwana. Babephila ngokuthengisa iinkuni edolophini. Ezi nkuni wayezigawula ehlathini ze azithuthe ngoondlebende bakhe abathathu. Umkhuluwa wakhe yena wazeka umfazi osisityebi, waza naye waba sisityebi ngolo hlobo. Akazange amncede nganto umninawa wakhe ukuze amxhase angahleleleki ekusweleni kwakhe. Kwathi ngeny’ imini u-Alibhabha …

Funda okunye

Amaphupha ngomona

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Ukuba uphupha unomona ngomnye umntu, oko kungathetha ukuba ubudlelwane bakho bunokubandezeleka ekuhambeni kwexesha. Isenokuba bubudlelwane bakho nabanye abantu okanye ukholo lwakho.