Amaqhalo ngokuziphatha nokuhlonipha

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Umzekelo: Inene ngamanyal’ enyoka ukutshutshuzisa abantu ngesibulala zinambuzane ngelithi uyabaphilisa Umzekelo: Kutheni na Dlomdlayo waske walizinyo eliqaqambayo kum? Kunini ndikuxelela ukuba awuzukuyifumana imali yokutheng’ utywala? Awuzukuyiva nokuba ungaguqa ude ukhuthuk’ amadolo.

Amaphupha ngentaba

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Ukuba uphupha intaba, ingahlala ilithamsanqa. Ukuba ubona umgama, kunokuthetha ukuba uyakuba nempilo embi ngenxa yoxinzelelo ebomini bakho. Ukuba unyuka intaba, oko kunokuthetha ukuba unokuba neengxaki ebomini bakho, kodwa unokukwazi ukuzoyisa, ngakumbi ukuba ufika phezulu.