Umtshato wesiXhosa wasebukhosini

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Umtshato wasebukhosini ngokwesiko lakwaXhosa NgokwakwaXhosa umtshato ukukwakhiwa kobuhlobo phakathi kwamakhaya amabini. La makhaya mawabe aneziduko ezahlukeneyo, kwaye kungabikho mntu osisizalwane seli khaya othathe kwakulo mzi mnye. Umzekelo: Ukuba inkosana uMxolisi Sandile, Aa! Bazindlovu, uthathe intombi kakumkani uVictor Poto Ndamase, Aa! Bhekuzulu!, uNtombomhlaba Ndamase, unyana kaMxolisi akakwazi kubonelwa kumnakwabo Nolizwe, Aa! Nolizwe, uNyangilizwe Ndamase, Aa! Vulindlela! …

Funda okunye

Amaphupha ngobukhosi

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Ukuba uphupha ukumkani okanye inkosi kwaye wonwabile, oko kunokuthetha ukuba unokuba nethamsanqa kunye nempumelelo. Ukuba ungumfazi, oko kunokuthetha ukuba umyeni wakho uya kuba sisityebi kwaye abe namandla. Ukuba unomsindo kuwe, oko kunokuthetha ukuba unokuba nethamsanqa.