Iziduko zoo Mbotho Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Bhaca MbothoJutuJulekaMatalankosiMlibaliMazanaTshikilana weToloToyanaSibas’ emanzini kuvuth’ umlilo kuthi bhee.Sigwamba sentswanguNgqiza zibutha kandaka-ndaka. Xhosa Mbotho,Mtshikilana,Mpula,Nsindani,Myalo,Tolo,Sibasa emanzini kuvuthe umlilo,Oontangana ayiphenjwa iphenje ngenyama,Ntothoviyane amazinyo aluthotho

Iziduko zoo Juqu Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

OoJuqu ngamaBhaca.OoMlibathi,OoMatanankosi,ooMaxabanis’abantu belungisa.OoDlantwana,OoJuleka,OoJwarha Enye indlela yokuzithutha koo Juqu Juqu,Tshembe,Dontsa,Tshembe yatsheleza,Dludlunozi dlabathi,Wena nosilenga ntaba,Ntlanzi entle

Iziduko zoo Ngcwangule Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

AmaMpondo UNgcwangule,UFita,UKhanandana,UPhelana,Isihlobo sembongolo,Sikhuni somga nesomthole,Mfazi obelelinye owaliphosa pheheya komlanjana bahlutha bonke abasemangcwaguleni,Ntombi ziyamlilela zithi bhuti usishiyela ntoni sikhuthanda nje,Ntombi zithi ndizeke bhuti noba awunankomo,Umntu awagwazumntu emazambaneni Enye indlela yokuzithutha koo Ngcwangule AmaMpondo Qhaba kaLangeni,Nkwenkwezi emhlophe eyaphangel’ ezinye,Sikhuni somthathi somthole nesomthombothi,Sodluma akadlimntu udl’ umntu efile,Ebemdlile ngosisidenge,Somagugula owagudula entabeni ngoba yena ubonela empunzini AmaXhosa Ngcwangule,Tita,Phelwani,Mamenukazi,Qhaba kaLangeni,Nkwenkwezi emhlophe …

Funda okunye