Iziduko zama Bhaca Clan Names
ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso
Izibongo zeziduko zamaBhaca ziyafumaneka kweli qonga. Apha ngezantsi sidwelisa nje iziduko zamaBhaca: Bhovu,Dzanibe,Jokweni,Juta,Luthuli,Machiya,Madlela,Mahlawe,Mavuma,Mbotho,Mjoli,Mpovane,Mweli,Ncwabe, Sondzaba,Wushe,Zulu Kukho enye indawo emasiyicinezele njengokuba sithetha ngeziduko zamaBhaca nje. Nanjengokuba kunjalo kuzo zonke iintlanga eziNtsundu, kukho ezinye iintlanga eziphila kunye namaBhaca kumhlaba wamaBhaca. Loo nto ayithethi ukuba ezo ziduko okanye abo bantu bezo ziduko bangamaBhaca, koko baseso sizwe basiso, kodwa bephila kumhlaba …