Iziduko zama Qoma Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

OoMqomaOoNyohela,OoSigqo,OoChananatu,OoTshabi,Naba mntwana ndikwenze,OoNtengabuthi,Yathengwa ngethokaz’elimdaka,OoNkumande,OoMthwa Enye indlela yokuzithutha koo Qoma Mqoma,Mvanda,Sigqu,Tshabi,Chananatu,Mahlosi,Phaphashe,Mthwa,Nkumane,Nyohela,Mafula ngayo ngenxa yoswel’ ingobozi,Naba ndikwenze,Gqomgqayo,Gqel’egqubeni,Kutsho kuvel’umntu.Bafazi bale lali badidiyela besozela,Kubutywala babo bundenz’isilungulela,Ivanya yabo indenz’ibhabhalaza,Magqab’akadliwa, adliwa ziibhokhwe kuphela,Nazo ngenxa yokunyoluka,Magqab’omhlunguthu akaziwa, kuba liyeza lomgqwaliso noxakaxa,Abantu abaphoswa bubukhosi ngenxa yokuqoma iphuthi