Amaphupha ngokuleqwa okanye ngokugityiselwa

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Ukuba uphupha umntu ekugibisela ngamatye okanye ekuleqa ngamatye. Kulungile ukuba uyaziphepha kwaye uvuke ngaphambi kokuba zikwazi ukukubetha. Kunokuba yingozi ukuba bakubethe njengoko kunokuthetha ukuba kukho umntu onokukuthakathayo ngelitye, uthetha nelitye.

Amaphupha ngokurhaxwa

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Ukuba uphupha uswelekile, ngokuqhelekileyo lithamsanqa. Unokufumanisa ukuba izinto ezikukhathazayo ziya kuhamba kwaye amaqabane akho aya kulunga kwaye athembeke.

Amaphupha ngokufa

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Ukufa yinto eyoyikwa ngumntu wonke ingakumbi ke ngoku xa kuzakuvelela ebuthongweni. Kungako xa uphuphe ngokufa kumele ucele ukucaciselwa ngabantu abakwaziyo ukulawula amaphupha. Ukuphupha kusifa wena Ukuphupha usifa ephupheni kungathetha izinto ezininzi. Kodwa okubalulekileyo ukujonge kukuba eso ingasisilumkiso sokuba uphelise umkhwa owenzayo ongafaka ubomi bakho esichengeni. Xa uphupha usifa ngenxa yokudutyulwa, oku kunokuthetha ukuba ukho lowo …

Funda okunye