Amaphupha ngokuleqwa okanye ngokugityiselwa

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Ukuba uphupha umntu ekugibisela ngamatye okanye ekuleqa ngamatye. Kulungile ukuba uyaziphepha kwaye uvuke ngaphambi kokuba zikwazi ukukubetha. Kunokuba yingozi ukuba bakubethe njengoko kunokuthetha ukuba kukho umntu onokukuthakathayo ngelitye, uthetha nelitye.