Iziduko zoo Mpinga Clan Names

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Mpinga,Mawawa,Mbolokoqoshe,Ntoyomntwana ingaba noboya ilingen’amadoda,Ndinganqanqatheka ndifun’ukutshaya,Nyobhanyobha,Ntsula zomvundla,Senza,Nomeva,Ntomb’ebele nye, Enye indlela yokuzithutha koo Mpinga Mpinga,Mawawa,Mbala kaNkqoshe,Mpondomise,Ntose,Ntomntwana, yazi b’inobaya ifanelwe ngabafana Ngwangwashe,Senzwa,Sineka,Mbetshane,Hlahla lamsik’ umntu ezambaneni,Ngceza,Sintila,Nyaw’zinoshukela,Mzukulu kaSityulu,Kheth’omthandayo.