Intsomi yesiXhosa: USityhimntyolo

ℹ️ Ulwazi oluvela kuluntu · Funda isilumkiso

Kwathi ke kaloku ngantsomi. Kwilali ekude abantu bakhona babehlutshwa sisilo esasisela amanzi omlambo walo lali. Esi silo sasifika ngobusuku ze kuse engekho amanzi ezizibeni zalo mlambo. Zaya ziphela ngokuphela iziziba ezinamanzi. Kuthe xa kusele iziziba ezimbalwa ezisenamanzi, amadoda elali ahlangana embizweni apho babezakubonisana khona ukuba kuthiweni na ngesi silo. Kwagqitywa kwelokuba abafana namadoda aqinileyo bayokusilalela …

Funda okunye