{"id":92,"date":"2021-05-20T05:29:00","date_gmt":"2021-05-20T03:29:00","guid":{"rendered":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?p=92"},"modified":"2023-08-11T16:49:50","modified_gmt":"2023-08-11T14:49:50","slug":"amaphupha-ngendlu","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngendlu\/","title":{"rendered":"Amaphupha ngendlu"},"content":{"rendered":"\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Izindlu emaphupheni zingabonakalisa ukuziqonda kwethu kunye nokuzazi kwethu. Umphambili wendlu ufuzisela indawo yobuntu bakho, ubonakalisa ubuwena kwihlabathi liphela, ngelixa indawo yangasemva yendlu ibonisa ukuzimela kwakho kwimicimbi yangasese, izinto ezifihliweyo kwabanye.<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Xa kutolikwa iphupha ngendlu, iinkcukacha zephupha zibaluleke kakhulu, ingakumbi uhlobo, imeko kunye nobukhulu bendlu leyo.<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Indlu enkulu umzekelo inokubonisa ukunqwenela kunye nokulindela izinto ezininzi\/ezinkulu Ukuba uphuphe ngendlu entsha, iphupha lakho linokukubonisa utshintsho oluthile kwisimo sakho.Ukuba uphupha indlu uyandisile, iphupha elo linokuba likubonisa ukwanda kwezinto\/kwempahla yomntu. Indlu esemlilweni inokuba ibonakalisa utshintsho olukhulu olwenzeka ebomini bakho.<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Sihlala siphupha ngezindlu esasikade sihlala kuzo ngaphambili ebomini bethu, kwaye amaphupha anje anokubonisa ukuba iingcinga zakho zithelekisa umntu owawunguye ngelo xesha, kunye nomntu onguye ngoku. Ngamanye amaxesha sukuba uk<s>u<\/s>humbula loo ndlu kungekho ntsingiselo ingenye.<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Ukuba uphuphe ngokujonga indlu ukude, nokuba yeyakho okanye yeyomnye umntu, iphupha elinjengelo sisilumkiso sengxaki onokujongana nayo kungekudala, enokuthi idale umonakalo nelahleko ebomini bakho.<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Ukuba uthenge indlu ephupheni lakho, iphupha elinjalo linokuthetha ukusebenza nzima ukuze uphumelele.<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Ukuba uphuphe ngendlu eyashiywa ngokufanelekileyo, iphupha elinjalo eneneni luphawu oluhle, olubonisa ukuba sele ulishiyile ixesha lakho elidlulileyo kwaye ngoku ukulungele ukuya phambili ngobomi bakho. Eli phupha linokubonisa ukungakhathali ngokweemvakalelo nangokwengqondo. Ngamanye amaxesha ibonisa ingxaki osele uyiqhelile, kwaye akukho nto uyenzayo ukuyisombulula ingxaki leyo.<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Ukuba uphuphe ngendlu engenazindonga, iphupha elinjalo linokubonisa ukungabikho kweemfihlo ebomini bakho. Mhlawumbi uziva ngathi wonke umntu ujongene neengxaki&nbsp;zakho kwaye akukho ndawo apho unokuhlala wedwa ngokupheleleyo.<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Ukuba uphuphe ngokufudukela kwenye indlu eyahlukileyo kule uhlala kuyo ngoku, iphupha elinjalo lingabonisa izinto ezingalindelekanga kwakunye neendaba ezimnandi. Maxa wambi libonisa utshintso olutsha nokhuseleko empilweni yakho.<\/span><\/p>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Izindlu emaphupheni zingabonakalisa ukuziqonda kwethu kunye nokuzazi kwethu. Umphambili wendlu ufuzisela indawo yobuntu bakho, ubonakalisa ubuwena kwihlabathi liphela, ngelixa indawo yangasemva yendlu ibonisa ukuzimela kwakho kwimicimbi yangasese, izinto ezifihliweyo kwabanye. Xa kutolikwa iphupha ngendlu, iinkcukacha zephupha zibaluleke kakhulu, ingakumbi uhlobo, imeko kunye nobukhulu bendlu leyo. Indlu enkulu umzekelo inokubonisa ukunqwenela kunye nokulindela izinto ezininzi\/ezinkulu Ukuba &#8230; <\/p>\n<p class=\"read-more-container\"><a title=\"Amaphupha ngendlu\" class=\"read-more button\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngendlu\/#more-92\" aria-label=\"Read more about Amaphupha ngendlu\">Funda okunye<\/a><\/p>\n","protected":false},"author":233,"featured_media":0,"comment_status":"open","ping_status":"open","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_jetpack_newsletter_access":"","_jetpack_dont_email_post_to_subs":false,"_jetpack_newsletter_tier_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paywalled_content":false,"_jetpack_feature_clip_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paid_content":false,"footnotes":"","jetpack_publicize_message":"Athetha ukuthini amaphupha ngendlu?\n\nSiziva sinelunda ekunaziseni ukuba kungoku nje imixholo yethu iyafikeleleka nangolwimi lwesiXhosa. Samkela bonke abantu bethu abantetho isisiXhosa.","jetpack_publicize_feature_enabled":true,"jetpack_social_post_already_shared":true,"jetpack_social_options":{"image_generator_settings":{"template":"highway","default_image_id":0,"font":"","enabled":false},"version":2},"jetpack_post_was_ever_published":false},"categories":[7,24],"tags":[87],"class_list":["post-92","post","type-post","status-publish","format-standard","hentry","category-amaphupha-neengcaciso-zawo","category-amaphupha-ngendlu","tag-indlu"],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO plugin v28.3 - https:\/\/yoast.com\/product\/yoast-seo-wordpress\/ -->\n<title>Amaphupha ngendlu - iAfrika - isiXhosa<\/title>\n<meta name=\"robots\" content=\"index, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngendlu\/\" \/>\n<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n<meta property=\"og:title\" content=\"Amaphupha ngendlu - iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"og:description\" content=\"Izindlu emaphupheni zingabonakalisa ukuziqonda kwethu kunye nokuzazi kwethu. Umphambili wendlu ufuzisela indawo yobuntu bakho, ubonakalisa ubuwena kwihlabathi liphela, ngelixa indawo yangasemva yendlu ibonisa ukuzimela kwakho kwimicimbi yangasese, izinto ezifihliweyo kwabanye. Xa kutolikwa iphupha ngendlu, iinkcukacha zephupha zibaluleke kakhulu, ingakumbi uhlobo, imeko kunye nobukhulu bendlu leyo. Indlu enkulu umzekelo inokubonisa ukunqwenela kunye nokulindela izinto ezininzi\/ezinkulu Ukuba ... Funda okunye\" \/>\n<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngendlu\/\" \/>\n<meta property=\"og:site_name\" content=\"iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"article:published_time\" content=\"2021-05-20T03:29:00+00:00\" \/>\n<meta property=\"article:modified_time\" content=\"2023-08-11T14:49:50+00:00\" \/>\n<meta name=\"author\" content=\"iAfrika\" \/>\n<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"iAfrika\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:label2\" content=\"Est. reading time\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data2\" content=\"1 minute\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngendlu\\\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngendlu\\\/\"},\"author\":{\"name\":\"iAfrika\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/661e951b646599094c70be63743d7a6c\"},\"headline\":\"Amaphupha ngendlu\",\"datePublished\":\"2021-05-20T03:29:00+00:00\",\"dateModified\":\"2023-08-11T14:49:50+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngendlu\\\/\"},\"wordCount\":254,\"commentCount\":0,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"keywords\":[\"Indlu\"],\"articleSection\":[\"Amaphupha neengcaciso zawo\",\"Amaphupha ngendlu\"],\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"CommentAction\",\"name\":\"Comment\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngendlu\\\/#respond\"]}]},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngendlu\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngendlu\\\/\",\"name\":\"Amaphupha ngendlu - iAfrika - isiXhosa\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\"},\"datePublished\":\"2021-05-20T03:29:00+00:00\",\"dateModified\":\"2023-08-11T14:49:50+00:00\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngendlu\\\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngendlu\\\/\"]}]},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngendlu\\\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"Amaphupha ngendlu\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"description\":\"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":{\"@type\":\"PropertyValueSpecification\",\"valueRequired\":true,\"valueName\":\"search_term_string\"}}],\"inLanguage\":\"en-ZA\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"width\":800,\"height\":296,\"caption\":\"iAfrika - isiXhosa\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\"}},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/661e951b646599094c70be63743d7a6c\",\"name\":\"iAfrika\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"iAfrika\"},\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/author\\\/siwa\\\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"Amaphupha ngendlu - iAfrika - isiXhosa","robots":{"index":"index","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"canonical":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngendlu\/","og_locale":"en_US","og_type":"article","og_title":"Amaphupha ngendlu - iAfrika - isiXhosa","og_description":"Izindlu emaphupheni zingabonakalisa ukuziqonda kwethu kunye nokuzazi kwethu. Umphambili wendlu ufuzisela indawo yobuntu bakho, ubonakalisa ubuwena kwihlabathi liphela, ngelixa indawo yangasemva yendlu ibonisa ukuzimela kwakho kwimicimbi yangasese, izinto ezifihliweyo kwabanye. Xa kutolikwa iphupha ngendlu, iinkcukacha zephupha zibaluleke kakhulu, ingakumbi uhlobo, imeko kunye nobukhulu bendlu leyo. Indlu enkulu umzekelo inokubonisa ukunqwenela kunye nokulindela izinto ezininzi\/ezinkulu Ukuba ... Funda okunye","og_url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngendlu\/","og_site_name":"iAfrika - isiXhosa","article_published_time":"2021-05-20T03:29:00+00:00","article_modified_time":"2023-08-11T14:49:50+00:00","author":"iAfrika","twitter_card":"summary_large_image","twitter_misc":{"Written by":"iAfrika","Est. reading time":"1 minute"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngendlu\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngendlu\/"},"author":{"name":"iAfrika","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/661e951b646599094c70be63743d7a6c"},"headline":"Amaphupha ngendlu","datePublished":"2021-05-20T03:29:00+00:00","dateModified":"2023-08-11T14:49:50+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngendlu\/"},"wordCount":254,"commentCount":0,"publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"keywords":["Indlu"],"articleSection":["Amaphupha neengcaciso zawo","Amaphupha ngendlu"],"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"CommentAction","name":"Comment","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngendlu\/#respond"]}]},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngendlu\/","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngendlu\/","name":"Amaphupha ngendlu - iAfrika - isiXhosa","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website"},"datePublished":"2021-05-20T03:29:00+00:00","dateModified":"2023-08-11T14:49:50+00:00","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngendlu\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngendlu\/"]}]},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngendlu\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"Amaphupha ngendlu"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","name":"iAfrika - isiXhosa","description":"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci","publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?s={search_term_string}"},"query-input":{"@type":"PropertyValueSpecification","valueRequired":true,"valueName":"search_term_string"}}],"inLanguage":"en-ZA"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization","name":"iAfrika - isiXhosa","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","contentUrl":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","width":800,"height":296,"caption":"iAfrika - isiXhosa"},"image":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/"}},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/661e951b646599094c70be63743d7a6c","name":"iAfrika","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g","caption":"iAfrika"},"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/author\/siwa\/"}]}},"jetpack_publicize_connections":[],"jetpack_sharing_enabled":true,"jetpack-related-posts":[{"id":1393,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngekhaya\/","url_meta":{"origin":92,"position":0},"title":"Amaphupha ngekhaya","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Ukuba uphupha ikhaya, kunokuthetha izinto ezahlukeneyo kuxhomekeke ekubeni ungubani. Ukuba usemncinci, oko kunokuthetha ukuba ubomi bakho buya kuba buhle. Ukuba uneqabane, oko kunokuthetha ukuba baya kuthembeka kwaye niya konwaba kunye. Mhlawumbi unabo abantwana abasempilweni noba kunjani na. Ukuba indlu ikhangeleka iphumelele, ngoko unokuba sisityebi kodwa ukuba iqhutywe phantsi ngoko unokuhlupheka,\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":1049,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-kusakhiwa-indlu\/","url_meta":{"origin":92,"position":1},"title":"Amaphupha kusakhiwa indlu","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Ukuba uphupha kusakhiwa indlu, oko kusenokuthetha izinto ezahlukeneyo. Ukuba uphupha indlu igqityiwe okanye yakhiwe ngokukhawuleza, oko kunokuthetha ukuba kukho umntu unokufa. Kodwa ukuba uyayitshabalalisa, oku akusayi kwenzeka kwakhona. Ukuba uthatha isixhobo esasetyenziswa ukwakha indlu nokudiliza indlu: kuthetha ukuba usoyisile isigulo okanye into embi ebinokwehlela usapho lwakho okanye wena.","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":1397,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeefestile\/","url_meta":{"origin":92,"position":2},"title":"Amaphupha ngeefestile","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Ukuba uphupha ngefestile, unokusombulula ingxaki kungekudala. Ukuba ifestile yaphukile ngoko kunokubakho ingxaki kuwe. Khusela indlu yakho ngokuchasene nokuphanga.","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":1403,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngokucoca\/","url_meta":{"origin":92,"position":3},"title":"Amaphupha ngokucoca","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Ukuba uphupha ucoca indlu yakho, oko kunokuthetha ukuba uya kuba sisityebi kwixesha elizayo. Noko ke, ukuba sele usisityebi, oko kunokuthetha ukuba usenokuba usengxakini kungekudala.","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":96,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngezixhobo-zasekhitshini\/","url_meta":{"origin":92,"position":4},"title":"Amaphupha ngezixhobo zasekhitshini","author":"iAfrika","date":"25\/05\/2021","format":false,"excerpt":"Xa uphupha ngezinto ezahlukeneyo zasekhitshini, usoloko ucinga ngeenjongo zazo kunye nendlela ozisebenzisa ngayo izixhobo ephupheni elo. Umzekelo, isitovu esivutha izinto, sinokucebisa ngemfudumalo, ukukhanya kunye nentshisakalelo oza nayo kusapho lwakho. Intsingiselo yamaphupha ezinto zasekhitshini inefuthe lokwenyani, iimpendulo, kunye nokucinga okuqinisekileyo kwabaphuphi.\u00a0 Xa ubona izixhobo zasekhitshini ephupheni lakho, lisenokuthetha ukuba uyakufumana iindaba\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":87,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngokutya\/","url_meta":{"origin":92,"position":5},"title":"Amaphupha ngokutya","author":"iAfrika","date":"23\/05\/2021","format":false,"excerpt":"Ukutya emaphupheni kunokubonisa izinto ezahlukeneyo. Ukutya kungafuzisela ubutyebi, ukuchuma, ukonwaba. Yiyo loo nto kubalulekile ukuba ukhumbule iinkcukacha zephupha lakho, ingakumbi iinkcukacha ezinxulumene nokutya okuphuphileyo. Amaphupha angokutya angahlala efuzisela indlela yethu yokuphila kunye nokwalamana kwethu. Kananjalo, uhlobo lokutya ophuphe ngako lunokubaluleka ngoku kodwa kuwe kwaye ke lunganentsingiselo ekhethekileyo ebomini bakho. Ukuba\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]}],"jetpack_shortlink":"https:\/\/wp.me\/pcur1I-1u","jetpack_featured_media_url":"","_links":{"self":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/92","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/users\/233"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=92"}],"version-history":[{"count":4,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/92\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":222,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/92\/revisions\/222"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=92"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=92"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=92"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}