{"id":89,"date":"2021-05-04T05:23:00","date_gmt":"2021-05-04T03:23:00","guid":{"rendered":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?p=89"},"modified":"2023-08-11T16:49:50","modified_gmt":"2023-08-11T14:49:50","slug":"amaphupha-ngenyama","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyama\/","title":{"rendered":"Amaphupha ngenyama"},"content":{"rendered":"\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Amaphupha ngenyama anganeentsingiselo ezahlukeneyo. Ngokubanzi, anentsingiselo elungileyo ingakumbi ukuba inyama ibimnandi kwaye iphekwe kakuhle. Anokubonisa iimeko ezintle ezenzeka ebomini bomntu eziya kuba ngunobangela wokubhiyoza. Iphupha elinje linokuba luphawu lotyalo-mali olulungileyo oluza kukuhlawula kakuhle. Inyama ephupheni inokuba luphawu lwethamsanqa. Ububi bephupha elo kukwaxhomekeke kwiinkcukacha zephupha elo. La maphupha anokuba neentsingiselo ezahlukeneyo kwaye oku kuxhomekeke kuhlobo lwenyama ebonakala ephupheni. <\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Ukuba uphuphe inyama ephekiweyo, elo phupha lihlala lingumqondiso olungileyo, kwaye libonisa ukuziva unamandla.&nbsp;<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Ukuba uphuphe inyama ekrwada, elo phupha aliphawuli nto intle futhi ke likwabonisa nempilo engentle. Lingabonisa ukugula kungekudala kungoko ke kufuneka uzinyamekele kakuhle.<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Ukuba uphupha&nbsp;usitya inyama ekrwada, elo phupha aliphawuli nto intle kwaphela, lihlala libonisa ububi obuza kwenzeka kungekudala ebomini bakho. Lingabe libonisa ukugagana namagingxigingxi kwinkqubela yakho. Kusenokuba nguwo nomqondiso wobunzima oya kuthi ubunyamezele, kodwa ke ngethamsanqa uya kuba nakho ukuyoyisa imingeni oya kuthi uhlangabezane nayo. Eli phupha lifuna ukuba ube nomonde nenyameko, ukuze ukwazi ukujongana nobunzima obunokuthi bukuvelele. Lihlala lingumqondiso wesigaba esibi ebomini bakho, ngethamsanqa ke, isigaba esingasayi kuhlala ixesha elide.<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Ukuba uphuphe inyama ebolileyo, nokuba uyityile okanye uyayinukisa, elo phupha alihlali liluphawu olulungileyo. Lingabonisa ukufunyanwa yingqele engapheliyo kunye nomqala obuhlungu, okanye esinye isifo esincinane. Lingabonisa futhi nokuba uya kuhlangabezana nobunzima ngelixa uzama ukufezekisa iinjongo ezithile okanye ngelixa uphezu kwephulo elithile lomphefumlo.<\/span><\/p>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Amaphupha ngenyama anganeentsingiselo ezahlukeneyo. Ngokubanzi, anentsingiselo elungileyo ingakumbi ukuba inyama ibimnandi kwaye iphekwe kakuhle. Anokubonisa iimeko ezintle ezenzeka ebomini bomntu eziya kuba ngunobangela wokubhiyoza. Iphupha elinje linokuba luphawu lotyalo-mali olulungileyo oluza kukuhlawula kakuhle. Inyama ephupheni inokuba luphawu lwethamsanqa. Ububi bephupha elo kukwaxhomekeke kwiinkcukacha zephupha elo. La maphupha anokuba neentsingiselo ezahlukeneyo kwaye oku kuxhomekeke kuhlobo lwenyama &#8230; <\/p>\n<p class=\"read-more-container\"><a title=\"Amaphupha ngenyama\" class=\"read-more button\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyama\/#more-89\" aria-label=\"Read more about Amaphupha ngenyama\">Funda okunye<\/a><\/p>\n","protected":false},"author":233,"featured_media":0,"comment_status":"open","ping_status":"open","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_jetpack_newsletter_access":"","_jetpack_dont_email_post_to_subs":false,"_jetpack_newsletter_tier_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paywalled_content":false,"_jetpack_feature_clip_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paid_content":false,"footnotes":"","jetpack_publicize_message":"Athetha ukuthini amaphupha ngenyama? \n\nSiziva sinelunda ekunaziseni ukuba kungoku nje imixholo yethu iyafikeleleka nangolwimi lwesiXhosa. Samkela bonke abantu bethu abantetho isisiXhosa.","jetpack_publicize_feature_enabled":true,"jetpack_social_post_already_shared":true,"jetpack_social_options":{"image_generator_settings":{"template":"highway","default_image_id":0,"font":"","enabled":false},"version":2},"jetpack_post_was_ever_published":false},"categories":[7,33],"tags":[64,84,85],"class_list":["post-89","post","type-post","status-publish","format-standard","hentry","category-amaphupha-neengcaciso-zawo","category-amaphupha-ngenyama","tag-ibhadi","tag-inyama","tag-ithamsanqa"],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO plugin v28.8 - https:\/\/yoast.com\/product\/yoast-seo-wordpress\/ -->\n<title>Amaphupha ngenyama - iAfrika - isiXhosa<\/title>\n<meta name=\"robots\" content=\"index, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyama\/\" \/>\n<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n<meta property=\"og:title\" content=\"Amaphupha ngenyama - iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"og:description\" content=\"Amaphupha ngenyama anganeentsingiselo ezahlukeneyo. Ngokubanzi, anentsingiselo elungileyo ingakumbi ukuba inyama ibimnandi kwaye iphekwe kakuhle. Anokubonisa iimeko ezintle ezenzeka ebomini bomntu eziya kuba ngunobangela wokubhiyoza. Iphupha elinje linokuba luphawu lotyalo-mali olulungileyo oluza kukuhlawula kakuhle. Inyama ephupheni inokuba luphawu lwethamsanqa. Ububi bephupha elo kukwaxhomekeke kwiinkcukacha zephupha elo. La maphupha anokuba neentsingiselo ezahlukeneyo kwaye oku kuxhomekeke kuhlobo lwenyama ... Funda okunye\" \/>\n<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyama\/\" \/>\n<meta property=\"og:site_name\" content=\"iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"article:published_time\" content=\"2021-05-04T03:23:00+00:00\" \/>\n<meta property=\"article:modified_time\" content=\"2023-08-11T14:49:50+00:00\" \/>\n<meta name=\"author\" content=\"iAfrika\" \/>\n<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"iAfrika\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:label2\" content=\"Est. reading time\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data2\" content=\"1 minute\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngenyama\\\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngenyama\\\/\"},\"author\":{\"name\":\"iAfrika\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/661e951b646599094c70be63743d7a6c\"},\"headline\":\"Amaphupha ngenyama\",\"datePublished\":\"2021-05-04T03:23:00+00:00\",\"dateModified\":\"2023-08-11T14:49:50+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngenyama\\\/\"},\"wordCount\":207,\"commentCount\":0,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"keywords\":[\"Ibhadi\",\"Inyama\",\"Ithamsanqa\"],\"articleSection\":[\"Amaphupha neengcaciso zawo\",\"Amaphupha ngenyama\"],\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"CommentAction\",\"name\":\"Comment\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngenyama\\\/#respond\"]}]},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngenyama\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngenyama\\\/\",\"name\":\"Amaphupha ngenyama - iAfrika - isiXhosa\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\"},\"datePublished\":\"2021-05-04T03:23:00+00:00\",\"dateModified\":\"2023-08-11T14:49:50+00:00\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngenyama\\\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngenyama\\\/\"]}]},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngenyama\\\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"Amaphupha ngenyama\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"description\":\"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":{\"@type\":\"PropertyValueSpecification\",\"valueRequired\":true,\"valueName\":\"search_term_string\"}}],\"inLanguage\":\"en-ZA\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"width\":800,\"height\":296,\"caption\":\"iAfrika - isiXhosa\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\"}},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/661e951b646599094c70be63743d7a6c\",\"name\":\"iAfrika\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"iAfrika\"},\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/author\\\/siwa\\\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"Amaphupha ngenyama - iAfrika - isiXhosa","robots":{"index":"index","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"canonical":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyama\/","og_locale":"en_US","og_type":"article","og_title":"Amaphupha ngenyama - iAfrika - isiXhosa","og_description":"Amaphupha ngenyama anganeentsingiselo ezahlukeneyo. Ngokubanzi, anentsingiselo elungileyo ingakumbi ukuba inyama ibimnandi kwaye iphekwe kakuhle. Anokubonisa iimeko ezintle ezenzeka ebomini bomntu eziya kuba ngunobangela wokubhiyoza. Iphupha elinje linokuba luphawu lotyalo-mali olulungileyo oluza kukuhlawula kakuhle. Inyama ephupheni inokuba luphawu lwethamsanqa. Ububi bephupha elo kukwaxhomekeke kwiinkcukacha zephupha elo. La maphupha anokuba neentsingiselo ezahlukeneyo kwaye oku kuxhomekeke kuhlobo lwenyama ... Funda okunye","og_url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyama\/","og_site_name":"iAfrika - isiXhosa","article_published_time":"2021-05-04T03:23:00+00:00","article_modified_time":"2023-08-11T14:49:50+00:00","author":"iAfrika","twitter_card":"summary_large_image","twitter_misc":{"Written by":"iAfrika","Est. reading time":"1 minute"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyama\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyama\/"},"author":{"name":"iAfrika","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/661e951b646599094c70be63743d7a6c"},"headline":"Amaphupha ngenyama","datePublished":"2021-05-04T03:23:00+00:00","dateModified":"2023-08-11T14:49:50+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyama\/"},"wordCount":207,"commentCount":0,"publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"keywords":["Ibhadi","Inyama","Ithamsanqa"],"articleSection":["Amaphupha neengcaciso zawo","Amaphupha ngenyama"],"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"CommentAction","name":"Comment","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyama\/#respond"]}]},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyama\/","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyama\/","name":"Amaphupha ngenyama - iAfrika - isiXhosa","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website"},"datePublished":"2021-05-04T03:23:00+00:00","dateModified":"2023-08-11T14:49:50+00:00","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyama\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyama\/"]}]},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyama\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"Amaphupha ngenyama"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","name":"iAfrika - isiXhosa","description":"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci","publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?s={search_term_string}"},"query-input":{"@type":"PropertyValueSpecification","valueRequired":true,"valueName":"search_term_string"}}],"inLanguage":"en-ZA"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization","name":"iAfrika - isiXhosa","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","contentUrl":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","width":800,"height":296,"caption":"iAfrika - isiXhosa"},"image":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/"}},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/661e951b646599094c70be63743d7a6c","name":"iAfrika","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g","caption":"iAfrika"},"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/author\/siwa\/"}]}},"jetpack_publicize_connections":[],"jetpack_sharing_enabled":true,"jetpack-related-posts":[{"id":87,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngokutya\/","url_meta":{"origin":89,"position":0},"title":"Amaphupha ngokutya","author":"iAfrika","date":"23\/05\/2021","format":false,"excerpt":"Ukutya emaphupheni kunokubonisa izinto ezahlukeneyo. Ukutya kungafuzisela ubutyebi, ukuchuma, ukonwaba. Yiyo loo nto kubalulekile ukuba ukhumbule iinkcukacha zephupha lakho, ingakumbi iinkcukacha ezinxulumene nokutya okuphuphileyo. Amaphupha angokutya angahlala efuzisela indlela yethu yokuphila kunye nokwalamana kwethu. Kananjalo, uhlobo lokutya ophuphe ngako lunokubaluleka ngoku kodwa kuwe kwaye ke lunganentsingiselo ekhethekileyo ebomini bakho. Ukuba\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":1670,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyama-yenkomo\/","url_meta":{"origin":89,"position":1},"title":"Amaphupha ngenyama yenkomo","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Ukuba uphupha usitya inyama yenkomo, isityu okanye inyama ecoliweyo, oko kunokuthetha ukuba unethamsanqa kunye nelahleko ezayo indlela yakho.","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":1683,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyama-ekrwada\/","url_meta":{"origin":89,"position":2},"title":"Amaphupha ngenyama ekrwada","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Ukuba uphupha ukuba umntu ukunika inyama ekrwada, kunokubonisa ukuba ukhuphiswano\u00a0 lwakho eluthandweni lunokuphosa ububi phezu kwakho. Ukuba ugqibokutshata, kusenokubonisa ukuba awamkelwanga ngookhokho kusapho lakho oluntsha.","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":1681,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngehagu\/","url_meta":{"origin":89,"position":3},"title":"Amaphupha ngehagu","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Ukuba uphupha ngokutya inyama yehagu, oko kunokuthetha ukuba uya kuphulukana nento ebalulekileyo kuwe. Ukuba uphupha ihagu, inokuba ilungile okanye imbi. Ukuba uwela indlela yakho kwaye ubaleke kude nawe, kunokuthetha ukuba uya kuphoswa lithuba elikhulu. Ukuba ayikukhathaleli, ngoko unokuphumelela kwaye ube sisityebi. Ukuba uphupha ihagu eyindoda ngokukodwa, oko kunokuthetha ukuba umfazi\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":92,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngendlu\/","url_meta":{"origin":89,"position":4},"title":"Amaphupha ngendlu","author":"iAfrika","date":"20\/05\/2021","format":false,"excerpt":"Izindlu emaphupheni zingabonakalisa ukuziqonda kwethu kunye nokuzazi kwethu. Umphambili wendlu ufuzisela indawo yobuntu bakho, ubonakalisa ubuwena kwihlabathi liphela, ngelixa indawo yangasemva yendlu ibonisa ukuzimela kwakho kwimicimbi yangasese, izinto ezifihliweyo kwabanye. Xa kutolikwa iphupha ngendlu, iinkcukacha zephupha zibaluleke kakhulu, ingakumbi uhlobo, imeko kunye nobukhulu bendlu leyo. Indlu enkulu umzekelo inokubonisa ukunqwenela\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":74,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngemvula\/","url_meta":{"origin":89,"position":5},"title":"Amaphupha ngemvula","author":"iAfrika","date":"20\/04\/2021","format":false,"excerpt":"Amaphupha angemvula ohlukahlukene kwaye akukho lula ukuwacacisa.\u00a0 Isimo sezulu esinezaqhwithi sinokuthi sibonakalise ukungavisisani kunye nomsindo. Ukukhanya kwelanga kubonakalisa uvuyo kunye nethemba (okanye ukufika koku ebomini bakho). Ngelixa imvula inokuba luphawu lweenyembezi kodwa isenokubonisa\u00a0ukuhlaziyeka emphefumlweni. Intsingiselo yokuphupha imvula ixhomekeke kakhulu kumandla kunye nobude bayo. Imvula eqhelekileyo inokubonisa ukuba kukho into esendleleni\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]}],"jetpack_shortlink":"https:\/\/wp.me\/pcur1I-1r","jetpack_featured_media_url":"","_links":{"self":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/89","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/users\/233"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=89"}],"version-history":[{"count":5,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/89\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":214,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/89\/revisions\/214"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=89"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=89"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=89"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}