{"id":87,"date":"2021-05-23T11:10:00","date_gmt":"2021-05-23T09:10:00","guid":{"rendered":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?p=87"},"modified":"2024-08-09T15:25:48","modified_gmt":"2024-08-09T13:25:48","slug":"amaphupha-ngokutya","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngokutya\/","title":{"rendered":"Amaphupha ngokutya"},"content":{"rendered":"\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Ukutya emaphupheni kunokubonisa izinto ezahlukeneyo. Ukutya kungafuzisela ubutyebi, ukuchuma, ukonwaba. Yiyo loo nto kubalulekile ukuba ukhumbule iinkcukacha zephupha lakho, ingakumbi iinkcukacha ezinxulumene nokutya okuphuphileyo.<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Amaphupha angokutya angahlala efuzisela indlela yethu yokuphila kunye nokwalamana kwethu. Kananjalo, uhlobo lokutya ophuphe ngako lunokubaluleka ngoku kodwa kuwe kwaye ke lunganentsingiselo ekhethekileyo ebomini bakho.<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Ukuba uphuphe usitya ungxamile, iphupha elinjalo linokubonisa ukungabikho kwengqwalasela emandla kwindlela owenza ngayo izinto. Ukuba wabelana ngokutya nabanye ephupheni, oko kunokukubonisa ukuba uziva ngathi unemilinganiselo ethile oza kwabelana ngayo nabanye abantu.<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Ngamanye amaxesha amaphupha malunga nokutya anokuba ngumyalezo ovela emizimbeni yethu ingakumbi ukutya esikusweleyo emizimbeni kwethu.<\/span><\/p>\n\n\n\n<h2 class=\"wp-block-heading\">Ukuphupha itafile egcwele ukutya<\/h2>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Ukuba uphuphe itafile igcwele ziintlobo ngeentlobo zezidlo, elo phupha lungaluphawu oluhle, oluhlala lunokubonisa ulonwabo kunye novuyo olulindele wena kungekudala. Eli phupha lidla ngokuba sisibhengezo seendwendwe ezininzi eziza kukutyelela kungekudala. Ngamanye amaxesha eli phupha likwabonisa isigulo onokuba naso kungekudala.<\/span><\/p>\n\n\n\n<h2 class=\"wp-block-heading\">Ukuphupha usitya ukutya okunetyhefu<\/h2>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Ukuba uphuphe usitya ukutya okunetyhefu, elo phupha linokuba ngumyalezo wokwazisa ezinye zezinto ezimbi ebomini bethu, ekufuneka sizilahle. Izinto ezingafana nokuziphatha okungalunganga, imikhwa okanye ubudlelwane obubi.<\/span><\/p>\n\n\n\n<h2 class=\"wp-block-heading\">Ukuphupha usitya ukutya<\/h2>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Ukuba uphuphe usitya ukutya, elo phupha lungaluphawu lwezinto ezincinci ezicaphukisayo okanye imiba emincinci ongadinga ukujongana nayo kungekudala. Ukuba abanye bebesitya ukutya ephupheni lakho, elo phupha linokubonisa ukuba unako ukwenza utshintsho ngendlela elula kwindlela ophila ngayo, into enokuba ngunobangela womdla owongezelekileyo ekuphileni.<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Ukanti ke kumazwe amaninzi ase-Afrika kukholeleka ukuba, xa uphupha usitya ephupheni sukube ekho lowo uzama ukukutyisa ityhefu ukuze akubulale okanye ugule. Xa kuthe kwenzeka njalo ke abantu abaninzi baye bacebise ukuba uvuke uphalaze ukukhupha loo tyhefu okanye elo dliso.&nbsp;Kwakhona, ukuphupha usitya ukutya neendwendwe zakho kunga ngumqondiso ombi,&nbsp;osenokukubonisa ukugula kunye nelishwa elinokuthi ugagane nalo kungekudala.<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Ukuba uphuphe usitya ukutya okungenancasa, elo phupha lidla ngokuba luphawu lwento embi. Lingabonakalisa ukuziva unomsindo okanye udanile ngenxa yento ethile. Ngamanye amaxesha kunokuba luphawu lokugula kwakho okanye komntu osenyongweni kuwe. <s><\/s><\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Ukuphupha ungenakutya kwaneleyo kungasisilumkiso emzimbeni wakho ukuba ukutya okutyayo akunazondlo zaneleyo okanye ezikufaneleyo.<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Ngamanye amaxesha ungaphupha usitya kuba uleli ungatyanga, mhlawumbi bekungekho ukutya, nto leyo ke ingathetha ukuba maxa wambi siphupha ukutya esikurhalelayo.<\/span><span lang=\"EN-US\"><\/span><\/p>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Ukutya emaphupheni kunokubonisa izinto ezahlukeneyo. Ukutya kungafuzisela ubutyebi, ukuchuma, ukonwaba. Yiyo loo nto kubalulekile ukuba ukhumbule iinkcukacha zephupha lakho, ingakumbi iinkcukacha ezinxulumene nokutya okuphuphileyo. Amaphupha angokutya angahlala efuzisela indlela yethu yokuphila kunye nokwalamana kwethu. Kananjalo, uhlobo lokutya ophuphe ngako lunokubaluleka ngoku kodwa kuwe kwaye ke lunganentsingiselo ekhethekileyo ebomini bakho. Ukuba uphuphe usitya ungxamile, iphupha elinjalo &#8230; <\/p>\n<p class=\"read-more-container\"><a title=\"Amaphupha ngokutya\" class=\"read-more button\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngokutya\/#more-87\" aria-label=\"Read more about Amaphupha ngokutya\">Funda okunye<\/a><\/p>\n","protected":false},"author":233,"featured_media":0,"comment_status":"open","ping_status":"open","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_jetpack_newsletter_access":"","_jetpack_dont_email_post_to_subs":false,"_jetpack_newsletter_tier_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paywalled_content":false,"_jetpack_feature_clip_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paid_content":false,"footnotes":"","jetpack_publicize_message":"Athetha ukuthini amaphupha ngokutya? \n\nSiziva sinelunda ekunaziseni ukuba kungoku nje imixholo yethu iyafikeleleka nangolwimi lwesiXhosa. Samkela bonke abantu bethu abantetho isisiXhosa.","jetpack_publicize_feature_enabled":true,"jetpack_social_post_already_shared":true,"jetpack_social_options":{"image_generator_settings":{"template":"highway","default_image_id":0,"font":"","enabled":false},"version":2},"jetpack_post_was_ever_published":false},"categories":[7,17],"tags":[86],"class_list":["post-87","post","type-post","status-publish","format-standard","hentry","category-amaphupha-neengcaciso-zawo","category-amaphupha-ngokupheka-ukutya-nokusela","tag-ukutya"],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO plugin v28.7 - https:\/\/yoast.com\/product\/yoast-seo-wordpress\/ -->\n<title>Amaphupha ngokutya - iAfrika - isiXhosa<\/title>\n<meta name=\"robots\" content=\"index, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngokutya\/\" \/>\n<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n<meta property=\"og:title\" content=\"Amaphupha ngokutya - iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"og:description\" content=\"Ukutya emaphupheni kunokubonisa izinto ezahlukeneyo. Ukutya kungafuzisela ubutyebi, ukuchuma, ukonwaba. Yiyo loo nto kubalulekile ukuba ukhumbule iinkcukacha zephupha lakho, ingakumbi iinkcukacha ezinxulumene nokutya okuphuphileyo. Amaphupha angokutya angahlala efuzisela indlela yethu yokuphila kunye nokwalamana kwethu. Kananjalo, uhlobo lokutya ophuphe ngako lunokubaluleka ngoku kodwa kuwe kwaye ke lunganentsingiselo ekhethekileyo ebomini bakho. Ukuba uphuphe usitya ungxamile, iphupha elinjalo ... Funda okunye\" \/>\n<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngokutya\/\" \/>\n<meta property=\"og:site_name\" content=\"iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"article:published_time\" content=\"2021-05-23T09:10:00+00:00\" \/>\n<meta property=\"article:modified_time\" content=\"2024-08-09T13:25:48+00:00\" \/>\n<meta name=\"author\" content=\"iAfrika\" \/>\n<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"iAfrika\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:label2\" content=\"Est. reading time\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data2\" content=\"2 minutes\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngokutya\\\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngokutya\\\/\"},\"author\":{\"name\":\"iAfrika\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/661e951b646599094c70be63743d7a6c\"},\"headline\":\"Amaphupha ngokutya\",\"datePublished\":\"2021-05-23T09:10:00+00:00\",\"dateModified\":\"2024-08-09T13:25:48+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngokutya\\\/\"},\"wordCount\":333,\"commentCount\":5,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"keywords\":[\"Ukutya\"],\"articleSection\":[\"Amaphupha neengcaciso zawo\",\"Amaphupha ngokupheka, ukutya nokusela\"],\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"CommentAction\",\"name\":\"Comment\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngokutya\\\/#respond\"]}]},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngokutya\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngokutya\\\/\",\"name\":\"Amaphupha ngokutya - iAfrika - isiXhosa\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\"},\"datePublished\":\"2021-05-23T09:10:00+00:00\",\"dateModified\":\"2024-08-09T13:25:48+00:00\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngokutya\\\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngokutya\\\/\"]}]},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngokutya\\\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"Amaphupha ngokutya\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"description\":\"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":{\"@type\":\"PropertyValueSpecification\",\"valueRequired\":true,\"valueName\":\"search_term_string\"}}],\"inLanguage\":\"en-ZA\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"width\":800,\"height\":296,\"caption\":\"iAfrika - isiXhosa\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\"}},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/661e951b646599094c70be63743d7a6c\",\"name\":\"iAfrika\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"iAfrika\"},\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/author\\\/siwa\\\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"Amaphupha ngokutya - iAfrika - isiXhosa","robots":{"index":"index","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"canonical":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngokutya\/","og_locale":"en_US","og_type":"article","og_title":"Amaphupha ngokutya - iAfrika - isiXhosa","og_description":"Ukutya emaphupheni kunokubonisa izinto ezahlukeneyo. Ukutya kungafuzisela ubutyebi, ukuchuma, ukonwaba. Yiyo loo nto kubalulekile ukuba ukhumbule iinkcukacha zephupha lakho, ingakumbi iinkcukacha ezinxulumene nokutya okuphuphileyo. Amaphupha angokutya angahlala efuzisela indlela yethu yokuphila kunye nokwalamana kwethu. Kananjalo, uhlobo lokutya ophuphe ngako lunokubaluleka ngoku kodwa kuwe kwaye ke lunganentsingiselo ekhethekileyo ebomini bakho. Ukuba uphuphe usitya ungxamile, iphupha elinjalo ... Funda okunye","og_url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngokutya\/","og_site_name":"iAfrika - isiXhosa","article_published_time":"2021-05-23T09:10:00+00:00","article_modified_time":"2024-08-09T13:25:48+00:00","author":"iAfrika","twitter_card":"summary_large_image","twitter_misc":{"Written by":"iAfrika","Est. reading time":"2 minutes"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngokutya\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngokutya\/"},"author":{"name":"iAfrika","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/661e951b646599094c70be63743d7a6c"},"headline":"Amaphupha ngokutya","datePublished":"2021-05-23T09:10:00+00:00","dateModified":"2024-08-09T13:25:48+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngokutya\/"},"wordCount":333,"commentCount":5,"publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"keywords":["Ukutya"],"articleSection":["Amaphupha neengcaciso zawo","Amaphupha ngokupheka, ukutya nokusela"],"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"CommentAction","name":"Comment","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngokutya\/#respond"]}]},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngokutya\/","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngokutya\/","name":"Amaphupha ngokutya - iAfrika - isiXhosa","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website"},"datePublished":"2021-05-23T09:10:00+00:00","dateModified":"2024-08-09T13:25:48+00:00","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngokutya\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngokutya\/"]}]},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngokutya\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"Amaphupha ngokutya"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","name":"iAfrika - isiXhosa","description":"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci","publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?s={search_term_string}"},"query-input":{"@type":"PropertyValueSpecification","valueRequired":true,"valueName":"search_term_string"}}],"inLanguage":"en-ZA"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization","name":"iAfrika - isiXhosa","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","contentUrl":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","width":800,"height":296,"caption":"iAfrika - isiXhosa"},"image":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/"}},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/661e951b646599094c70be63743d7a6c","name":"iAfrika","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g","caption":"iAfrika"},"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/author\/siwa\/"}]}},"jetpack_publicize_connections":[],"jetpack_sharing_enabled":true,"jetpack-related-posts":[{"id":1617,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngokutya-2\/","url_meta":{"origin":87,"position":0},"title":"Amaphupha ngokutya","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Ukuba uphupha usitya ukutya okunencasa, kunokuthetha ukuba ufumana ulonwabo kunye nempumelelo ebomini. Ukuba utya ngelixa ulele, kunokuthetha ukuba ulahlekelwa into ethile. Ukuba utya kwigumbi lokutyela, kunokuthetha ukuba kungekudala uza kuba nomhlobo omtsha. Kanti ukuba uphupha usekutyeni kunye nabahlobo bakho, oko kunokuthetha ukuba uya kuba nolonwabo kunye nolwaneliseko ebomini bakho.","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":1699,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngamantongomane\/","url_meta":{"origin":87,"position":1},"title":"Amaphupha ngamandongomane","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Ukuba uphupha ngokutya amandongomane, inokuba luphawu lwempilo kunye nokuchuma ukuba amnandi kunye anomqondiso wosizi kunye nokugula ukuba madala okanye ayakrakra.","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":1681,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngehagu\/","url_meta":{"origin":87,"position":2},"title":"Amaphupha ngehagu","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Ukuba uphupha ngokutya inyama yehagu, oko kunokuthetha ukuba uya kuphulukana nento ebalulekileyo kuwe. Ukuba uphupha ihagu, inokuba ilungile okanye imbi. Ukuba uwela indlela yakho kwaye ubaleke kude nawe, kunokuthetha ukuba uya kuphoswa lithuba elikhulu. Ukuba ayikukhathaleli, ngoko unokuphumelela kwaye ube sisityebi. Ukuba uphupha ihagu eyindoda ngokukodwa, oko kunokuthetha ukuba umfazi\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":1623,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeti\/","url_meta":{"origin":87,"position":3},"title":"Amaphupha ngeti","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Ukuba uphupha usela iti, oko kunokuthetha ukuba izinto ezilungileyo ziyeza kungekudala.","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":1707,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeswekile\/","url_meta":{"origin":87,"position":4},"title":"Amaphupha ngeswekile","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Ukuba uphupha iswekile, oko kunokuthetha ukuba awuyi kuba nemali eyaneleyo yazo zonke izinto ozifunayo.","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":1710,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngengqolowa\/","url_meta":{"origin":87,"position":5},"title":"Amaphupha ngengqolowa","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Ukuba uphupha ingqolowa, oko kunokuthetha ukuba ishishini lakho liya kuphumelela kwaye uya kufumana zonke izinto ozifunayo.","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]}],"jetpack_shortlink":"https:\/\/wp.me\/pcur1I-1p","jetpack_featured_media_url":"","_links":{"self":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/87","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/users\/233"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=87"}],"version-history":[{"count":8,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/87\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":4577,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/87\/revisions\/4577"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=87"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=87"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=87"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}