{"id":83,"date":"2021-05-26T06:46:00","date_gmt":"2021-05-26T04:46:00","guid":{"rendered":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?p=83"},"modified":"2024-07-19T13:16:16","modified_gmt":"2024-07-19T11:16:16","slug":"amaphupha-ngeziqhamo","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeziqhamo\/","title":{"rendered":"Amaphupha ngeziqhamo"},"content":{"rendered":"\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Amaxesha amaninzi ukuphupha ngeziqhamo kukholeleka ekubeni kubekho uphuhliso oluzayo futhi kubekho neziphumo ezihle ezilindelekileyo. Ixesha elininzi ukuphupha iziqhamo kungathetha into entle. Kodwa intsingiselo ijika ibe mbi xa isiqhamo sibonakala singekavuthwa, sityumkile, sonakele okanye singenakutyiwa. Amaphupha angathetha izinto ezahlukeneyo, ezi zingezantsi ayiko kuphela kweentsingiselo zamaphupha angeziqhamo.<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Xa uthe waphupha iziqhamo ezikhulu ezivuthiweyo nezihle okanye ezibukekayo, oko kuthetha ukuba ukhona oza kongeza ngobomi kusapho. Ukutsho oko kukho lowo uzithweleyo okanye wena mntu uphuphayo ukhulelwe. Kusenokuba ngumhlobo wakho, umntu osebenza naye okanye isizalwane. Kusenoba ngumntu osondeleyo kuwe okanye ongasondelanga kuyaphi.<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Ukuphupha usitya iziqhamo ezitsha kunganentsingiselo yesiqinisekiso kwizinto zakho kwakunye nempumelelo yakho. Kwelinye icala, ukuphupha usitya kuthetha ukuba udinga amandla, ukomelela kunye nomdla wokujongana nenxalenye yamahla-denyuka obomi. Kwakhona, ukuphupha usitya isiqhamo kungangumqondiso wothando olutsha kunye nolalwalamano olutsha.<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Ukuphupha usikha iziqhamo emthini kuthetha ukwamkela nokuthathela kuwe ithuba, ukuzama ukufikelela kwizinto ozinqwenelayo, ukuba neenjongo ezicacileyo, ukufumana izibonelelo kunye nezinto ezinokwenzeka. Luphawu lobutyebi bangaphakathi obukuvumela ukuba ubone kwaye &#8220;ubambe&#8221; ubutyebi obukungqongileyo.<\/span><\/p>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Amaxesha amaninzi ukuphupha ngeziqhamo kukholeleka ekubeni kubekho uphuhliso oluzayo futhi kubekho neziphumo ezihle ezilindelekileyo. Ixesha elininzi ukuphupha iziqhamo kungathetha into entle. Kodwa intsingiselo ijika ibe mbi xa isiqhamo sibonakala singekavuthwa, sityumkile, sonakele okanye singenakutyiwa. Amaphupha angathetha izinto ezahlukeneyo, ezi zingezantsi ayiko kuphela kweentsingiselo zamaphupha angeziqhamo. Xa uthe waphupha iziqhamo ezikhulu ezivuthiweyo nezihle okanye ezibukekayo, oko &#8230; <\/p>\n<p class=\"read-more-container\"><a title=\"Amaphupha ngeziqhamo\" class=\"read-more button\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeziqhamo\/#more-83\" aria-label=\"Read more about Amaphupha ngeziqhamo\">Funda okunye<\/a><\/p>\n","protected":false},"author":233,"featured_media":0,"comment_status":"open","ping_status":"open","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_jetpack_newsletter_access":"","_jetpack_dont_email_post_to_subs":false,"_jetpack_newsletter_tier_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paywalled_content":false,"_jetpack_feature_clip_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paid_content":false,"footnotes":"","jetpack_publicize_message":"Athetha ukuthini amaphupha ngeziqhamo? \n\nSiziva sinelunda ekunaziseni ukuba kungoku nje imixholo yethu iyafikeleleka nangolwimi lwesiXhosa. Samkela bonke abantu bethu abantetho isisiXhosa.","jetpack_publicize_feature_enabled":true,"jetpack_social_post_already_shared":true,"jetpack_social_options":{"image_generator_settings":{"template":"highway","default_image_id":0,"font":"","enabled":false},"version":2},"jetpack_post_was_ever_published":false},"categories":[7,22],"tags":[64,80],"class_list":["post-83","post","type-post","status-publish","format-standard","hentry","category-amaphupha-neengcaciso-zawo","category-amaphupha-ngeziqhamo","tag-ibhadi","tag-intlahla"],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO plugin v28.6 - https:\/\/yoast.com\/product\/yoast-seo-wordpress\/ -->\n<title>Amaphupha ngeziqhamo - iAfrika - isiXhosa<\/title>\n<meta name=\"robots\" content=\"index, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeziqhamo\/\" \/>\n<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n<meta property=\"og:title\" content=\"Amaphupha ngeziqhamo - iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"og:description\" content=\"Amaxesha amaninzi ukuphupha ngeziqhamo kukholeleka ekubeni kubekho uphuhliso oluzayo futhi kubekho neziphumo ezihle ezilindelekileyo. Ixesha elininzi ukuphupha iziqhamo kungathetha into entle. Kodwa intsingiselo ijika ibe mbi xa isiqhamo sibonakala singekavuthwa, sityumkile, sonakele okanye singenakutyiwa. Amaphupha angathetha izinto ezahlukeneyo, ezi zingezantsi ayiko kuphela kweentsingiselo zamaphupha angeziqhamo. Xa uthe waphupha iziqhamo ezikhulu ezivuthiweyo nezihle okanye ezibukekayo, oko ... Funda okunye\" \/>\n<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeziqhamo\/\" \/>\n<meta property=\"og:site_name\" content=\"iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"article:published_time\" content=\"2021-05-26T04:46:00+00:00\" \/>\n<meta property=\"article:modified_time\" content=\"2024-07-19T11:16:16+00:00\" \/>\n<meta name=\"author\" content=\"iAfrika\" \/>\n<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"iAfrika\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:label2\" content=\"Est. reading time\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data2\" content=\"1 minute\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngeziqhamo\\\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngeziqhamo\\\/\"},\"author\":{\"name\":\"iAfrika\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/661e951b646599094c70be63743d7a6c\"},\"headline\":\"Amaphupha ngeziqhamo\",\"datePublished\":\"2021-05-26T04:46:00+00:00\",\"dateModified\":\"2024-07-19T11:16:16+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngeziqhamo\\\/\"},\"wordCount\":156,\"commentCount\":6,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"keywords\":[\"Ibhadi\",\"Intlahla\"],\"articleSection\":[\"Amaphupha neengcaciso zawo\",\"Amaphupha ngeziqhamo\"],\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"CommentAction\",\"name\":\"Comment\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngeziqhamo\\\/#respond\"]}]},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngeziqhamo\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngeziqhamo\\\/\",\"name\":\"Amaphupha ngeziqhamo - iAfrika - isiXhosa\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\"},\"datePublished\":\"2021-05-26T04:46:00+00:00\",\"dateModified\":\"2024-07-19T11:16:16+00:00\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngeziqhamo\\\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngeziqhamo\\\/\"]}]},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngeziqhamo\\\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"Amaphupha ngeziqhamo\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"description\":\"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":{\"@type\":\"PropertyValueSpecification\",\"valueRequired\":true,\"valueName\":\"search_term_string\"}}],\"inLanguage\":\"en-ZA\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"width\":800,\"height\":296,\"caption\":\"iAfrika - isiXhosa\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\"}},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/661e951b646599094c70be63743d7a6c\",\"name\":\"iAfrika\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"iAfrika\"},\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/author\\\/siwa\\\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"Amaphupha ngeziqhamo - iAfrika - isiXhosa","robots":{"index":"index","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"canonical":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeziqhamo\/","og_locale":"en_US","og_type":"article","og_title":"Amaphupha ngeziqhamo - iAfrika - isiXhosa","og_description":"Amaxesha amaninzi ukuphupha ngeziqhamo kukholeleka ekubeni kubekho uphuhliso oluzayo futhi kubekho neziphumo ezihle ezilindelekileyo. Ixesha elininzi ukuphupha iziqhamo kungathetha into entle. Kodwa intsingiselo ijika ibe mbi xa isiqhamo sibonakala singekavuthwa, sityumkile, sonakele okanye singenakutyiwa. Amaphupha angathetha izinto ezahlukeneyo, ezi zingezantsi ayiko kuphela kweentsingiselo zamaphupha angeziqhamo. Xa uthe waphupha iziqhamo ezikhulu ezivuthiweyo nezihle okanye ezibukekayo, oko ... Funda okunye","og_url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeziqhamo\/","og_site_name":"iAfrika - isiXhosa","article_published_time":"2021-05-26T04:46:00+00:00","article_modified_time":"2024-07-19T11:16:16+00:00","author":"iAfrika","twitter_card":"summary_large_image","twitter_misc":{"Written by":"iAfrika","Est. reading time":"1 minute"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeziqhamo\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeziqhamo\/"},"author":{"name":"iAfrika","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/661e951b646599094c70be63743d7a6c"},"headline":"Amaphupha ngeziqhamo","datePublished":"2021-05-26T04:46:00+00:00","dateModified":"2024-07-19T11:16:16+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeziqhamo\/"},"wordCount":156,"commentCount":6,"publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"keywords":["Ibhadi","Intlahla"],"articleSection":["Amaphupha neengcaciso zawo","Amaphupha ngeziqhamo"],"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"CommentAction","name":"Comment","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeziqhamo\/#respond"]}]},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeziqhamo\/","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeziqhamo\/","name":"Amaphupha ngeziqhamo - iAfrika - isiXhosa","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website"},"datePublished":"2021-05-26T04:46:00+00:00","dateModified":"2024-07-19T11:16:16+00:00","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeziqhamo\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeziqhamo\/"]}]},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeziqhamo\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"Amaphupha ngeziqhamo"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","name":"iAfrika - isiXhosa","description":"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci","publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?s={search_term_string}"},"query-input":{"@type":"PropertyValueSpecification","valueRequired":true,"valueName":"search_term_string"}}],"inLanguage":"en-ZA"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization","name":"iAfrika - isiXhosa","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","contentUrl":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","width":800,"height":296,"caption":"iAfrika - isiXhosa"},"image":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/"}},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/661e951b646599094c70be63743d7a6c","name":"iAfrika","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g","caption":"iAfrika"},"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/author\/siwa\/"}]}},"jetpack_publicize_connections":[],"jetpack_sharing_enabled":true,"jetpack-related-posts":[{"id":984,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngokukhulelwa\/","url_meta":{"origin":83,"position":0},"title":"Amaphupha ngokukhulelwa","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Ukuba uphupha iziqhamo ezininzi ezahlukeneyo, kunokuthetha ukuba isihlobo sakho okanye umhlobo wakho ukhulelwe. Ukuba uphupha usitya iziqhamo, oko kungathetha ukuba\u00a0nguwe onokuthi ukhulelwe okanye usenokuba sele ukhulelwe. Kwakhona, ukuba uphupha uqubha emanzini amdaka okanye emanzini anodaka kwaye urhaxwe kuwo, oku kungabonisa ukuba ukhulelwe. Ukongeza, ukuba uphupha ukhulelwe, oko kunokuthetha ukuba ngenye\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":66,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-amabi-ngamanzi\/","url_meta":{"origin":83,"position":1},"title":"Amaphupha ngamanzi amabi","author":"iAfrika","date":"28\/04\/2021","format":false,"excerpt":"Singasoloko siphupha ngamanzi, kuba amanzi yinxalenye ebalulekileyo yobomi bethu. Apha sijonga indlela yokutolika amaphupha ethu malunga namanzi ngokuthi sihlalutye uphawu lwenkcubeko, kunye nendlela edibana ngayo neemvakalelo kunye nezenzo zethu. Kwaye kubalulekile ukwazi ukuba ezi nkcazelo zingezantsi apha zinokwahluka ebantwini kodwa ke zizezixhaphakileyo. Ukuze ufumane intsingiselo ethe ngqo ngephupha lakho kwanento\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":54,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeembovane\/","url_meta":{"origin":83,"position":2},"title":"Amaphupha ngeembovane","author":"iAfrika","date":"06\/05\/2021","format":false,"excerpt":"Ukuphupha iimbovane kungathetha izinto ezininzi. Ezinye zezi zinto zintle ze ezinye zazo zingabi ntle, ngoko ke kungafuneka ukuba udibane noosiyazi okanye umntu wakokwenu omdala okwazi ukulawula amaphupha. Ukuba uthi uphuphe iimbovane nje, oko kungathetha ukuba kukho oza kuvuzwa ngako ngenxa yomsebenzi oncomekayo owenzileyo. Kwakhona, kungathetha ukuba ikhona le nto ikudinayo\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":62,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngomtshato\/","url_meta":{"origin":83,"position":3},"title":"Amaphupha ngomtshato","author":"iAfrika","date":"13\/05\/2021","format":false,"excerpt":"Nangona xa sihleli singalelanga umtshato iyinto entle kunye nethamsanqa. Xa sikubona silele kubalibhadi kwaye kwayanyaniswa kakhulu nokufa. Ukuba uphupha utshata lilishwa elo ingakumbi emadodeni. Kuthetha ukuba kuya kubakho amaxesha anzima ebomini bakho kungekudala.\u00a0 Kwakhona ukuba uphupha\u00a0omnye wabantu ephupheni lakho egula okanye ekhubazekile, oko kuthetha ukuba uyakuba nomtshato ongonwabanga.\u00a0Ngamanye amaxesha ukuphupha\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":69,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngomlilo\/","url_meta":{"origin":83,"position":4},"title":"Amaphupha ngomlilo","author":"silucoki","date":"19\/04\/2021","format":false,"excerpt":"Xa siphupha ngomlilo kubalulekile ukuba sazi oku kulandelayo okanye sicinge ngako. Xa ubasa umlilo omkhulu oko kungathetha ukuba uza kulwa nomntu omaziyo. Ukuba uphupha ulawula umlilo kwaye uwusebenzisa ukufeza iimfuno zakho, leyo yintsingiselo elungileyo. Kwabanye ukuphembela umlilo kungabonisa ukuba bancedakala okanye umlilo lowo ubakhokele abo bakungqongileyo. Ukothisana umlilo wenkampu kunokubonisa\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":35,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-angemali\/","url_meta":{"origin":83,"position":5},"title":"Amaphupha angemali","author":"iAfrika","date":"11\/05\/2021","format":false,"excerpt":"Amaphupha ngemali kuthetha ukuba namandla okufezekisa iinjongo zakho okanye ukufikelela kwiinjongo zakho. Iinjongo zakho zinokuhambelana nengqondo, iimvakalelo okanye ukufikelela kwindawo ohlala kuyo indlela yokuphila oyifunayo. Unokucinga, uzive kwaye wenze nantoni na oyifunayo ebomini. Imali inokubonisa amandla.Ukuphupha ngemali kungathetha izinto ezininzi ezinokwenzeka kuwe xa uhleli okanye ungaphuphi. Ixesha elininzi kukholeleka ukuba\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]}],"jetpack_shortlink":"https:\/\/wp.me\/pcur1I-1l","jetpack_featured_media_url":"","_links":{"self":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/83","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/users\/233"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=83"}],"version-history":[{"count":3,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/83\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":227,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/83\/revisions\/227"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=83"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=83"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=83"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}