{"id":74,"date":"2021-04-20T15:52:00","date_gmt":"2021-04-20T13:52:00","guid":{"rendered":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?p=74"},"modified":"2024-08-29T14:27:11","modified_gmt":"2024-08-29T12:27:11","slug":"amaphupha-ngemvula","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngemvula\/","title":{"rendered":"Amaphupha ngemvula"},"content":{"rendered":"\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Amaphupha angemvula ohlukahlukene kwaye akukho lula ukuwacacisa.\u00a0 Isimo sezulu esinezaqhwithi sinokuthi sibonakalise ukungavisisani kunye nomsindo. Ukukhanya kwelanga kubonakalisa uvuyo kunye nethemba (okanye ukufika koku ebomini bakho). Ngelixa imvula inokuba luphawu lweenyembezi kodwa isenokubonisa\u00a0ukuhlaziyeka emphefumlweni. <\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Intsingiselo yokuphupha imvula ixhomekeke kakhulu kumandla kunye nobude bayo. Imvula eqhelekileyo inokubonisa ukuba kukho into esendleleni eya kuwe inokuba sisipho, kodwa inokuba yinto embi njengokugula. Isaqhwithi sinokubonisa inkathazo okanye ukugula kwikamva lakho, kwaye unokujamelana nenkohliso kunye nokungonwabi ebomini bakho. Noko ke, xa usenza izinto ngobuchule, usenokuphumelela ekugqibeleni. Ukuba uphupha imvula iyekile kwaye ilanga liphume, kunokuthetha ithamsanqa ngekamva lakho.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Imvula ephupheni inokubonisa isidingo sokunxibelelana neemvakalelo zakho. Ukuba uphuphe imvula ena ngamandla mhlawumbi olo luphawu lokukhula kwakho ngamandla ngokwasemoyeni. Imvula ikwaluphawu lweemvakalelo zethu. La maphupha abonisa iimvakalelo ezinamandla. Ukuna ngamandla ephupheni kunokuba ngumqondiso woxinzelelo kuwe. Ngamanye amaxesha imvula ephupheni inokubonisa ukuba uziva ungamkelekanga kubantu abathile.<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Ukuba uphuphe imvula enezaqhwithi, iphupha elinjalo linokuveza umsindo kunye nosizi.&nbsp;Mhlawumbi uziva ukhathazwa yinto ethile. Kubalulekile ukunxibelelana neemvakalelo zakho&nbsp;kwaye uzame ukujongana nazo. Mhlawumbi unoxinzelelo kubudlelwane bakho kunye nobomi bakho bothando, okanye mhlawumbi unengxaki emsebenzini.<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Ukuba uve indudumo ehamba nemvula, olo ingaluphawu lokungazinanzi izidingo zabanye abantu. Iindudumo zisenokuba luphawu lomsindo oza kuhlangabezana nawo.<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">&nbsp;<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">&nbsp;<\/span><\/p>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Amaphupha angemvula ohlukahlukene kwaye akukho lula ukuwacacisa.\u00a0 Isimo sezulu esinezaqhwithi sinokuthi sibonakalise ukungavisisani kunye nomsindo. Ukukhanya kwelanga kubonakalisa uvuyo kunye nethemba (okanye ukufika koku ebomini bakho). Ngelixa imvula inokuba luphawu lweenyembezi kodwa isenokubonisa\u00a0ukuhlaziyeka emphefumlweni. Intsingiselo yokuphupha imvula ixhomekeke kakhulu kumandla kunye nobude bayo. Imvula eqhelekileyo inokubonisa ukuba kukho into esendleleni eya kuwe inokuba sisipho, kodwa &#8230; <\/p>\n<p class=\"read-more-container\"><a title=\"Amaphupha ngemvula\" class=\"read-more button\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngemvula\/#more-74\" aria-label=\"Read more about Amaphupha ngemvula\">Funda okunye<\/a><\/p>\n","protected":false},"author":233,"featured_media":0,"comment_status":"open","ping_status":"open","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_jetpack_newsletter_access":"","_jetpack_dont_email_post_to_subs":false,"_jetpack_newsletter_tier_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paywalled_content":false,"_jetpack_feature_clip_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paid_content":false,"footnotes":"","jetpack_publicize_message":"Amaphupha ngemvula\nSiziva sinelunda ekunaziseni ukuba kungoku nje imixholo yethu iyafikeleleka nangolwimi lwesiXhosa. Samkela bonke abantu bethu abantetho isisiXhosa.\"\n","jetpack_publicize_feature_enabled":true,"jetpack_social_post_already_shared":true,"jetpack_social_options":{"image_generator_settings":{"template":"highway","default_image_id":0,"font":"","enabled":false},"version":2},"jetpack_post_was_ever_published":false},"categories":[7,48],"tags":[73,72,71],"class_list":["post-74","post","type-post","status-publish","format-standard","hentry","category-amaphupha-neengcaciso-zawo","category-amaphupha-ngemozulu-nesibhakabhaka","tag-iimvakalelo","tag-imozulu","tag-imvula"],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO plugin v28.7 - https:\/\/yoast.com\/product\/yoast-seo-wordpress\/ -->\n<title>Amaphupha ngemvula - iAfrika - isiXhosa<\/title>\n<meta name=\"robots\" content=\"index, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngemvula\/\" \/>\n<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n<meta property=\"og:title\" content=\"Amaphupha ngemvula - iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"og:description\" content=\"Amaphupha angemvula ohlukahlukene kwaye akukho lula ukuwacacisa.\u00a0 Isimo sezulu esinezaqhwithi sinokuthi sibonakalise ukungavisisani kunye nomsindo. Ukukhanya kwelanga kubonakalisa uvuyo kunye nethemba (okanye ukufika koku ebomini bakho). Ngelixa imvula inokuba luphawu lweenyembezi kodwa isenokubonisa\u00a0ukuhlaziyeka emphefumlweni. Intsingiselo yokuphupha imvula ixhomekeke kakhulu kumandla kunye nobude bayo. Imvula eqhelekileyo inokubonisa ukuba kukho into esendleleni eya kuwe inokuba sisipho, kodwa ... Funda okunye\" \/>\n<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngemvula\/\" \/>\n<meta property=\"og:site_name\" content=\"iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"article:published_time\" content=\"2021-04-20T13:52:00+00:00\" \/>\n<meta property=\"article:modified_time\" content=\"2024-08-29T12:27:11+00:00\" \/>\n<meta name=\"author\" content=\"iAfrika\" \/>\n<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"iAfrika\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:label2\" content=\"Est. reading time\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data2\" content=\"1 minute\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngemvula\\\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngemvula\\\/\"},\"author\":{\"name\":\"iAfrika\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/661e951b646599094c70be63743d7a6c\"},\"headline\":\"Amaphupha ngemvula\",\"datePublished\":\"2021-04-20T13:52:00+00:00\",\"dateModified\":\"2024-08-29T12:27:11+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngemvula\\\/\"},\"wordCount\":197,\"commentCount\":0,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"keywords\":[\"Iimvakalelo\",\"Imozulu\",\"Imvula\"],\"articleSection\":[\"Amaphupha neengcaciso zawo\",\"Amaphupha ngemozulu nesibhakabhaka\"],\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"CommentAction\",\"name\":\"Comment\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngemvula\\\/#respond\"]}]},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngemvula\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngemvula\\\/\",\"name\":\"Amaphupha ngemvula - iAfrika - isiXhosa\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\"},\"datePublished\":\"2021-04-20T13:52:00+00:00\",\"dateModified\":\"2024-08-29T12:27:11+00:00\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngemvula\\\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngemvula\\\/\"]}]},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngemvula\\\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"Amaphupha ngemvula\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"description\":\"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":{\"@type\":\"PropertyValueSpecification\",\"valueRequired\":true,\"valueName\":\"search_term_string\"}}],\"inLanguage\":\"en-ZA\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"width\":800,\"height\":296,\"caption\":\"iAfrika - isiXhosa\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\"}},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/661e951b646599094c70be63743d7a6c\",\"name\":\"iAfrika\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"iAfrika\"},\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/author\\\/siwa\\\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"Amaphupha ngemvula - iAfrika - isiXhosa","robots":{"index":"index","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"canonical":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngemvula\/","og_locale":"en_US","og_type":"article","og_title":"Amaphupha ngemvula - iAfrika - isiXhosa","og_description":"Amaphupha angemvula ohlukahlukene kwaye akukho lula ukuwacacisa.\u00a0 Isimo sezulu esinezaqhwithi sinokuthi sibonakalise ukungavisisani kunye nomsindo. Ukukhanya kwelanga kubonakalisa uvuyo kunye nethemba (okanye ukufika koku ebomini bakho). Ngelixa imvula inokuba luphawu lweenyembezi kodwa isenokubonisa\u00a0ukuhlaziyeka emphefumlweni. Intsingiselo yokuphupha imvula ixhomekeke kakhulu kumandla kunye nobude bayo. Imvula eqhelekileyo inokubonisa ukuba kukho into esendleleni eya kuwe inokuba sisipho, kodwa ... Funda okunye","og_url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngemvula\/","og_site_name":"iAfrika - isiXhosa","article_published_time":"2021-04-20T13:52:00+00:00","article_modified_time":"2024-08-29T12:27:11+00:00","author":"iAfrika","twitter_card":"summary_large_image","twitter_misc":{"Written by":"iAfrika","Est. reading time":"1 minute"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngemvula\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngemvula\/"},"author":{"name":"iAfrika","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/661e951b646599094c70be63743d7a6c"},"headline":"Amaphupha ngemvula","datePublished":"2021-04-20T13:52:00+00:00","dateModified":"2024-08-29T12:27:11+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngemvula\/"},"wordCount":197,"commentCount":0,"publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"keywords":["Iimvakalelo","Imozulu","Imvula"],"articleSection":["Amaphupha neengcaciso zawo","Amaphupha ngemozulu nesibhakabhaka"],"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"CommentAction","name":"Comment","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngemvula\/#respond"]}]},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngemvula\/","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngemvula\/","name":"Amaphupha ngemvula - iAfrika - isiXhosa","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website"},"datePublished":"2021-04-20T13:52:00+00:00","dateModified":"2024-08-29T12:27:11+00:00","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngemvula\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngemvula\/"]}]},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngemvula\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"Amaphupha ngemvula"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","name":"iAfrika - isiXhosa","description":"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci","publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?s={search_term_string}"},"query-input":{"@type":"PropertyValueSpecification","valueRequired":true,"valueName":"search_term_string"}}],"inLanguage":"en-ZA"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization","name":"iAfrika - isiXhosa","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","contentUrl":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","width":800,"height":296,"caption":"iAfrika - isiXhosa"},"image":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/"}},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/661e951b646599094c70be63743d7a6c","name":"iAfrika","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g","caption":"iAfrika"},"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/author\/siwa\/"}]}},"jetpack_publicize_connections":[],"jetpack_sharing_enabled":true,"jetpack-related-posts":[{"id":4015,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngamatyathanga-kunye-neentambo\/","url_meta":{"origin":74,"position":0},"title":"Amaphupha ngamatyathanga kunye neentambo","author":"silucoki","date":"20\/09\/2024","format":false,"excerpt":"Ukuba uphupha ngamatyathanga okanye iintambo, izinto ezikukhathazayo zinokuhamba ngokukhawuleza. Usenokuba uphumelele, kodwa kusenokufuneka usebenze nzima ukuze wenze izinto ezilungileyo zenzeke. Ukuba kukho amaqhina entanjeni okanye kwityathanga, inokuba lithamsanqa ukuba ungazikhulula kwaye lilishwa ukuba awukwazi. Ukuba ungumntu obopha iqhina, oko kunokuthetha ukuba ubudlelwane bakho bunokomelela.","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":89,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngenyama\/","url_meta":{"origin":74,"position":1},"title":"Amaphupha ngenyama","author":"iAfrika","date":"04\/05\/2021","format":false,"excerpt":"Amaphupha ngenyama anganeentsingiselo ezahlukeneyo. Ngokubanzi, anentsingiselo elungileyo ingakumbi ukuba inyama ibimnandi kwaye iphekwe kakuhle. Anokubonisa iimeko ezintle ezenzeka ebomini bomntu eziya kuba ngunobangela wokubhiyoza. Iphupha elinje linokuba luphawu lotyalo-mali olulungileyo oluza kukuhlawula kakuhle. Inyama ephupheni inokuba luphawu lwethamsanqa. Ububi bephupha elo kukwaxhomekeke kwiinkcukacha zephupha elo. La maphupha anokuba neentsingiselo ezahlukeneyo\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2960,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupho-kwisintu-sakwaxhosa\/","url_meta":{"origin":74,"position":2},"title":"Amaphupha kwisiNtu sakwaXhosa","author":"iAfrika","date":"13\/06\/2024","format":false,"excerpt":"Utolikwa kwamaphupha yinkalo ebalulekileyo kwisiNtu sakwaXhosa. Ummandla welemimoya yinxalenye ephilayo yobomi loluntu oluninzi e-Afrika, kwaye abantu bakwaXhosa amaphupha abo athungelana kweli lizwe. Iintsingiselo nophawu olwenza amaphupha akwaXhosa ziye zavela ngokwahlukile kakhulu kwimpawu zaseNtshona kwaye zenza inkqubo yokutolika evuselelayo nenesondlo. KwisiNtu sakwaXhosa, amaphupha anika imvume abo baphilayo banxulumane nezinyanya, kwaye nazo\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":92,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngendlu\/","url_meta":{"origin":74,"position":3},"title":"Amaphupha ngendlu","author":"iAfrika","date":"20\/05\/2021","format":false,"excerpt":"Izindlu emaphupheni zingabonakalisa ukuziqonda kwethu kunye nokuzazi kwethu. Umphambili wendlu ufuzisela indawo yobuntu bakho, ubonakalisa ubuwena kwihlabathi liphela, ngelixa indawo yangasemva yendlu ibonisa ukuzimela kwakho kwimicimbi yangasese, izinto ezifihliweyo kwabanye. Xa kutolikwa iphupha ngendlu, iinkcukacha zephupha zibaluleke kakhulu, ingakumbi uhlobo, imeko kunye nobukhulu bendlu leyo. Indlu enkulu umzekelo inokubonisa ukunqwenela\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":64,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-amnandi-ngamanzi\/","url_meta":{"origin":74,"position":4},"title":"Amaphupha\u00a0ngamanzi amnandi","author":"iAfrika","date":"19\/05\/2021","format":false,"excerpt":"Singasoloko siphupha ngamanzi, kuba amanzi yinxalenye ebalulekileyo yobomi bethu. Apha, sijonga indlela yokutolika amaphupha ethu malunga namanzi ngokuhlalutya uphawu lwenkcubeko, kunye nendlela edibana ngayo neemvakalelo kunye nezenzo zethu. Kwaye kubalulekile ukwazi ukuba ezinkcazelo zingezantsi zinokwahluka ebantwini kodwa ke zezixhaphakileyo. Ukuze ufumane intsingiselo ethe ngqo ngephupha lakho kwanento ekufuneka uyenzile, dibana\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":1061,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngemali-ezingqekembe\/","url_meta":{"origin":74,"position":5},"title":"Amaphupha ngemali ezingqekembe","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Iingqekembe ezimnyama zisenokuthetha amashwa kwaye ezinye izinto zisenokungakuhambeli kakuhle ebomini. Okanye ngamanye amaxesha uyaboniswa ukuba kukho izinto ezingahambi kakuhle. Amaphupha malunga nokufumana iingqekembe kubonisa iimvakalelo ezilungileyo malunga nezinto ezifunyenwe ebomini xa usebenza nzima, malunga nokuziva wonwabile ukuba unezinto ezingaphezulu kunangaphambili. Ikwanxulunyaniswa nokucacisa iingxaki, ukuba namandla ngakumbi, okanye ukufumana inkululeko kunye\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]}],"jetpack_shortlink":"https:\/\/wp.me\/pcur1I-1c","jetpack_featured_media_url":"","_links":{"self":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/74","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/users\/233"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=74"}],"version-history":[{"count":6,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/74\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":4884,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/74\/revisions\/4884"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=74"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=74"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=74"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}