{"id":72,"date":"2021-04-27T05:49:00","date_gmt":"2021-04-27T03:49:00","guid":{"rendered":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?p=72"},"modified":"2023-08-11T16:49:51","modified_gmt":"2023-08-11T14:49:51","slug":"amaphupha-ngeendudumo","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeendudumo\/","title":{"rendered":"Amaphupha ngeendudumo"},"content":{"rendered":"\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Kungathetha ukuthini ukuva iindudumo zigqutha ephupheni lakho? <\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Ukuva iindudumo ngelixa uphuphayo kungathetha ukudubuleka ngumsindo okanye ubundlongondlongo obukhoyo ngaphakathi kuwe. Okunye kusenokusebenza njengophaphanyiswa ngendlela evakalayo nebonisa ukuba kufuneka unike ingqalelo inkalo ethile ebomini bakho njengoko kukho isifundo esibalulekileyo sobomi ekufuneka usifundile kuyo.<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Ukuba uphuphe uzifihlile kwiindudumo, uzimela apho ungevayo khona (ekhabhathini okanye ngaphantsi kwebhedi) okanye uvulela umculo ongxolayo, olo ingaluphawu lokungavisisani kwakho nabantu abathile. Kuya kufuneka ufunde indlela yokuphumla yokuziphumza ukunqanda uxinzelelo. Kanti, ukuba ubukele iindudumo kwaye uyathanda ukuzibukela ngefestile, eli phupha lithembisa isiganeko esiqaqambileyo.<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Lilonke amaphupha angeendudumo asenokubonakalisa ukungazinzi kunye noxinezelelo lomphefumlo.<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">&nbsp;<\/span><\/p>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Kungathetha ukuthini ukuva iindudumo zigqutha ephupheni lakho? Ukuva iindudumo ngelixa uphuphayo kungathetha ukudubuleka ngumsindo okanye ubundlongondlongo obukhoyo ngaphakathi kuwe. Okunye kusenokusebenza njengophaphanyiswa ngendlela evakalayo nebonisa ukuba kufuneka unike ingqalelo inkalo ethile ebomini bakho njengoko kukho isifundo esibalulekileyo sobomi ekufuneka usifundile kuyo. Ukuba uphuphe uzifihlile kwiindudumo, uzimela apho ungevayo khona (ekhabhathini okanye ngaphantsi kwebhedi) okanye uvulela &#8230; <\/p>\n<p class=\"read-more-container\"><a title=\"Amaphupha ngeendudumo\" class=\"read-more button\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeendudumo\/#more-72\" aria-label=\"Read more about Amaphupha ngeendudumo\">Funda okunye<\/a><\/p>\n","protected":false},"author":233,"featured_media":0,"comment_status":"open","ping_status":"open","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_jetpack_newsletter_access":"","_jetpack_dont_email_post_to_subs":false,"_jetpack_newsletter_tier_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paywalled_content":false,"_jetpack_feature_clip_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paid_content":false,"footnotes":"","jetpack_publicize_message":"Athetha ukuthini amaphupha ngeendudumo? \n\nSiziva sinelunda ekunaziseni ukuba kungoku nje imixholo yethu iyafikeleleka nangolwimi lwesiXhosa. Samkela bonke abantu bethu abantetho isisiXhosa.\n\n ngeendudumo","jetpack_publicize_feature_enabled":true,"jetpack_social_post_already_shared":true,"jetpack_social_options":{"image_generator_settings":{"template":"highway","default_image_id":0,"font":"","enabled":false},"version":2},"jetpack_post_was_ever_published":false},"categories":[7,48],"tags":[70],"class_list":["post-72","post","type-post","status-publish","format-standard","hentry","category-amaphupha-neengcaciso-zawo","category-amaphupha-ngemozulu-nesibhakabhaka","tag-iindudumo"],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO plugin v28.7 - https:\/\/yoast.com\/product\/yoast-seo-wordpress\/ -->\n<title>Amaphupha ngeendudumo - iAfrika - isiXhosa<\/title>\n<meta name=\"robots\" content=\"index, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeendudumo\/\" \/>\n<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n<meta property=\"og:title\" content=\"Amaphupha ngeendudumo - iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"og:description\" content=\"Kungathetha ukuthini ukuva iindudumo zigqutha ephupheni lakho? Ukuva iindudumo ngelixa uphuphayo kungathetha ukudubuleka ngumsindo okanye ubundlongondlongo obukhoyo ngaphakathi kuwe. Okunye kusenokusebenza njengophaphanyiswa ngendlela evakalayo nebonisa ukuba kufuneka unike ingqalelo inkalo ethile ebomini bakho njengoko kukho isifundo esibalulekileyo sobomi ekufuneka usifundile kuyo. Ukuba uphuphe uzifihlile kwiindudumo, uzimela apho ungevayo khona (ekhabhathini okanye ngaphantsi kwebhedi) okanye uvulela ... Funda okunye\" \/>\n<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeendudumo\/\" \/>\n<meta property=\"og:site_name\" content=\"iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"article:published_time\" content=\"2021-04-27T03:49:00+00:00\" \/>\n<meta property=\"article:modified_time\" content=\"2023-08-11T14:49:51+00:00\" \/>\n<meta name=\"author\" content=\"iAfrika\" \/>\n<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"iAfrika\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngeendudumo\\\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngeendudumo\\\/\"},\"author\":{\"name\":\"iAfrika\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/661e951b646599094c70be63743d7a6c\"},\"headline\":\"Amaphupha ngeendudumo\",\"datePublished\":\"2021-04-27T03:49:00+00:00\",\"dateModified\":\"2023-08-11T14:49:51+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngeendudumo\\\/\"},\"wordCount\":95,\"commentCount\":0,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"keywords\":[\"Iindudumo\"],\"articleSection\":[\"Amaphupha neengcaciso zawo\",\"Amaphupha ngemozulu nesibhakabhaka\"],\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"CommentAction\",\"name\":\"Comment\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngeendudumo\\\/#respond\"]}]},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngeendudumo\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngeendudumo\\\/\",\"name\":\"Amaphupha ngeendudumo - iAfrika - isiXhosa\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\"},\"datePublished\":\"2021-04-27T03:49:00+00:00\",\"dateModified\":\"2023-08-11T14:49:51+00:00\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngeendudumo\\\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngeendudumo\\\/\"]}]},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngeendudumo\\\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"Amaphupha ngeendudumo\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"description\":\"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":{\"@type\":\"PropertyValueSpecification\",\"valueRequired\":true,\"valueName\":\"search_term_string\"}}],\"inLanguage\":\"en-ZA\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"width\":800,\"height\":296,\"caption\":\"iAfrika - isiXhosa\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\"}},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/661e951b646599094c70be63743d7a6c\",\"name\":\"iAfrika\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"iAfrika\"},\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/author\\\/siwa\\\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"Amaphupha ngeendudumo - iAfrika - isiXhosa","robots":{"index":"index","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"canonical":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeendudumo\/","og_locale":"en_US","og_type":"article","og_title":"Amaphupha ngeendudumo - iAfrika - isiXhosa","og_description":"Kungathetha ukuthini ukuva iindudumo zigqutha ephupheni lakho? Ukuva iindudumo ngelixa uphuphayo kungathetha ukudubuleka ngumsindo okanye ubundlongondlongo obukhoyo ngaphakathi kuwe. Okunye kusenokusebenza njengophaphanyiswa ngendlela evakalayo nebonisa ukuba kufuneka unike ingqalelo inkalo ethile ebomini bakho njengoko kukho isifundo esibalulekileyo sobomi ekufuneka usifundile kuyo. Ukuba uphuphe uzifihlile kwiindudumo, uzimela apho ungevayo khona (ekhabhathini okanye ngaphantsi kwebhedi) okanye uvulela ... Funda okunye","og_url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeendudumo\/","og_site_name":"iAfrika - isiXhosa","article_published_time":"2021-04-27T03:49:00+00:00","article_modified_time":"2023-08-11T14:49:51+00:00","author":"iAfrika","twitter_card":"summary_large_image","twitter_misc":{"Written by":"iAfrika"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeendudumo\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeendudumo\/"},"author":{"name":"iAfrika","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/661e951b646599094c70be63743d7a6c"},"headline":"Amaphupha ngeendudumo","datePublished":"2021-04-27T03:49:00+00:00","dateModified":"2023-08-11T14:49:51+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeendudumo\/"},"wordCount":95,"commentCount":0,"publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"keywords":["Iindudumo"],"articleSection":["Amaphupha neengcaciso zawo","Amaphupha ngemozulu nesibhakabhaka"],"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"CommentAction","name":"Comment","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeendudumo\/#respond"]}]},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeendudumo\/","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeendudumo\/","name":"Amaphupha ngeendudumo - iAfrika - isiXhosa","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website"},"datePublished":"2021-04-27T03:49:00+00:00","dateModified":"2023-08-11T14:49:51+00:00","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeendudumo\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeendudumo\/"]}]},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngeendudumo\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"Amaphupha ngeendudumo"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","name":"iAfrika - isiXhosa","description":"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci","publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?s={search_term_string}"},"query-input":{"@type":"PropertyValueSpecification","valueRequired":true,"valueName":"search_term_string"}}],"inLanguage":"en-ZA"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization","name":"iAfrika - isiXhosa","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","contentUrl":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","width":800,"height":296,"caption":"iAfrika - isiXhosa"},"image":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/"}},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/661e951b646599094c70be63743d7a6c","name":"iAfrika","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/aeafdda8a6dcb4b712be1adef4fc8d8d869cb36d4667ce6ca1e4319d8cca64cb?s=96&d=mm&r=g","caption":"iAfrika"},"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/author\/siwa\/"}]}},"jetpack_publicize_connections":[],"jetpack_sharing_enabled":true,"jetpack-related-posts":[{"id":1889,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngesaqhwithi\/","url_meta":{"origin":72,"position":0},"title":"Amaphupha ngesaqhwithi","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Ukuba uphupha isaqhwithi, kunokuba luphawu lwethamsanqa kwixesha elizayo, kwaye kufuneka ulumke okwethutyana. Ukuba kukho iindudumo ezininzi kunye nombane, kunokubonisa kuya kubakho utshintsho ebomini bakho. Unokuphumelela emsebenzini, kodwa unokujamelana nemiphumo engalindelekanga kwizenzo zakho.","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":74,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngemvula\/","url_meta":{"origin":72,"position":1},"title":"Amaphupha ngemvula","author":"iAfrika","date":"20\/04\/2021","format":false,"excerpt":"Amaphupha angemvula ohlukahlukene kwaye akukho lula ukuwacacisa.\u00a0 Isimo sezulu esinezaqhwithi sinokuthi sibonakalise ukungavisisani kunye nomsindo. Ukukhanya kwelanga kubonakalisa uvuyo kunye nethemba (okanye ukufika koku ebomini bakho). Ngelixa imvula inokuba luphawu lweenyembezi kodwa isenokubonisa\u00a0ukuhlaziyeka emphefumlweni. Intsingiselo yokuphupha imvula ixhomekeke kakhulu kumandla kunye nobude bayo. Imvula eqhelekileyo inokubonisa ukuba kukho into esendleleni\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":80,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngehobe\/","url_meta":{"origin":72,"position":2},"title":"Amaphupha ngehobe","author":"iAfrika","date":"29\/04\/2021","format":false,"excerpt":"Ihobe linxulunyaniswa nempilo entle, ukuchuma, iingcinga ezilungileyo kunye nothando. Ukubona amahobe ephupheni kuthetha ukuba izinto ezintle nezithandekayo zizakuza kuwe. Izinto ezilahlekileyo ziya kufumaneka, usizi luya kubuyela kowalo.\u00a0 Maxa wambi kungathetha ukuba uyakufumana nomsebenzi obuwunqwenelayo ixesha elide. Ukuba uphupha usitya ihobe ephupheni lakho, oko kungathetha usizi kunye nokungonwabi emphefumlweni. Kwakhona kusenokuthetha\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":50,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngokufa\/","url_meta":{"origin":72,"position":3},"title":"Amaphupha ngokufa","author":"iAfrika","date":"18\/05\/2021","format":false,"excerpt":"Ukufa yinto eyoyikwa ngumntu wonke ingakumbi ke ngoku xa kuzakuvelela ebuthongweni. Kungako xa uphuphe ngokufa kumele ucele ukucaciselwa ngabantu abakwaziyo ukulawula amaphupha. Ukuphupha kusifa wena Ukuphupha usifa ephupheni kungathetha izinto ezininzi. Kodwa okubalulekileyo ukujonge kukuba eso ingasisilumkiso sokuba uphelise umkhwa owenzayo ongafaka ubomi bakho esichengeni. Xa uphupha usifa ngenxa yokudutyulwa,\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":69,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngomlilo\/","url_meta":{"origin":72,"position":4},"title":"Amaphupha ngomlilo","author":"silucoki","date":"19\/04\/2021","format":false,"excerpt":"Xa siphupha ngomlilo kubalulekile ukuba sazi oku kulandelayo okanye sicinge ngako. Xa ubasa umlilo omkhulu oko kungathetha ukuba uza kulwa nomntu omaziyo. Ukuba uphupha ulawula umlilo kwaye uwusebenzisa ukufeza iimfuno zakho, leyo yintsingiselo elungileyo. Kwabanye ukuphembela umlilo kungabonisa ukuba bancedakala okanye umlilo lowo ubakhokele abo bakungqongileyo. Ukothisana umlilo wenkampu kunokubonisa\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":64,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-amnandi-ngamanzi\/","url_meta":{"origin":72,"position":5},"title":"Amaphupha\u00a0ngamanzi amnandi","author":"iAfrika","date":"19\/05\/2021","format":false,"excerpt":"Singasoloko siphupha ngamanzi, kuba amanzi yinxalenye ebalulekileyo yobomi bethu. Apha, sijonga indlela yokutolika amaphupha ethu malunga namanzi ngokuhlalutya uphawu lwenkcubeko, kunye nendlela edibana ngayo neemvakalelo kunye nezenzo zethu. Kwaye kubalulekile ukwazi ukuba ezinkcazelo zingezantsi zinokwahluka ebantwini kodwa ke zezixhaphakileyo. Ukuze ufumane intsingiselo ethe ngqo ngephupha lakho kwanento ekufuneka uyenzile, dibana\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]}],"jetpack_shortlink":"https:\/\/wp.me\/pcur1I-1a","jetpack_featured_media_url":"","_links":{"self":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/72","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/users\/233"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=72"}],"version-history":[{"count":5,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/72\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":209,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/72\/revisions\/209"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=72"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=72"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=72"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}