{"id":69,"date":"2021-04-19T15:55:00","date_gmt":"2021-04-19T13:55:00","guid":{"rendered":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?p=69"},"modified":"2024-07-16T17:15:12","modified_gmt":"2024-07-16T15:15:12","slug":"amaphupha-ngomlilo","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngomlilo\/","title":{"rendered":"Amaphupha ngomlilo"},"content":{"rendered":"\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Xa siphupha ngomlilo kubalulekile ukuba sazi oku kulandelayo okanye sicinge ngako. Xa ubasa umlilo omkhulu oko kungathetha ukuba uza kulwa nomntu omaziyo. Ukuba uphupha ulawula umlilo kwaye uwusebenzisa ukufeza iimfuno zakho, leyo yintsingiselo elungileyo. Kwabanye ukuphembela umlilo kungabonisa ukuba bancedakala okanye umlilo lowo ubakhokele abo bakungqongileyo. Ukothisana umlilo wenkampu kunokubonisa isidingo okanye umdla wokuhlala nabanye abantu. Ukuphemba umlilo emakhayeni ethu, ingakumbi xa kubanda okanye imozulu intekenteke, kusenokubonakalisa ukusondela kwentlahla. Ukuphemba umlilo xa useluhambeni kunobonisa ukuba uyila into entsha, isenokuba bubuhlobo okanye iphulo elitsha. Ukuphupha umlilo\u00a0ovuthayo\u00a0olawulekayo eziko kubonakalisa intuthuzelo, ukufudumala kunye nokukhanya.\u00a0Ukukhangela umlilo weziko kwiphupha lakho kunokubonisa ukuba ufuna intuthuzelo kunye nokukhanya ebomini bakho.Ukuba umlilo ovuthayo ucinyiwe yimvula ephupheni lakho, oko kungabonisa ukulahleka kwemali, umsebenzi, intuthuzelo, okanye ukhuseleko.<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Kwelinye icala, ukubasa umlilo ongalawulekiyo ngenjongo yokutshabalalisa abantu nezinto kusenobonakalisa ukuba sinomona, ikratshi, okanye intiyo (inzondo) ebomini bethu kumntu esisebenza naye, isalamane okanye isihlobo.Ukuphupha ubasa umlilo kubonakalisa ukuba unokuba noxinzelelo olukhulu okanye ukuphazamiseka ngokweemvakalelo ebomini bakho, ingakumbi xa uziva\u00a0ngathi uyatsha.\u00a0Ukuphupha ungumcimi-mlilo okanye uzama ukucima umlilo kunobonakalisa ukuba zininzi iingxaki ezintsonkothileyo ojongene nazo kunye noxinzelelo olumandla kwaye konke oku kufuneka ukunike ingqalelo. <\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Ukongeza koku, ukuba uphupha umlilo okanye amadangatye, kukholelwa ukuba luphawu olubi kwikamva lakho. Kusenokuthetha ukuba umsindo kunye nokungcatsha kuza endleleni yakho. Ungaphulukana nezinto ezibalulekileyo kuwe kwaye mhlawumbi ujongane nokugula kunye nokufa. Ukuba wenza umlilo ube mkhulu, oko kunokuthetha ukuba uya kulwa nomntu omaziyo.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><span lang=\"EN-US\">Kukho imiceli-mngeni emininzi ekusenokufuneka ujongane nayo kwaye kuya kufuneka usebenze nzima ukuyoyisa. Ukuzama ukumisa umlilo kunokubonakalisa umnqweno wokunqanda inguqu kubomi bakho.Ukuphupha ungumntu odla umlilo kunobonakalisa ukuba uneemvakalelo ezinamandla, kodwa ke zisathwetyulwe zagcinwa phantsi kolawulo. Nangona kunjalo, ukuba uthe watshiswa ngumlilo, iimvakalelo zakho zisenokuqalisa ukukongamela.Ukuphupha unqula umlilo kusebonakalisa uthando lomlo okanye ungquzulwano. Unokuziva unamandla ukuba isisombululo sinokufezekiswa ngokusetyenziswa kwamandla okanye amandla omzimba.\u00a0<\/span><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><\/p>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Xa siphupha ngomlilo kubalulekile ukuba sazi oku kulandelayo okanye sicinge ngako. Xa ubasa umlilo omkhulu oko kungathetha ukuba uza kulwa nomntu omaziyo. Ukuba uphupha ulawula umlilo kwaye uwusebenzisa ukufeza iimfuno zakho, leyo yintsingiselo elungileyo. Kwabanye ukuphembela umlilo kungabonisa ukuba bancedakala okanye umlilo lowo ubakhokele abo bakungqongileyo. Ukothisana umlilo wenkampu kunokubonisa isidingo okanye umdla wokuhlala nabanye &#8230; <\/p>\n<p class=\"read-more-container\"><a title=\"Amaphupha ngomlilo\" class=\"read-more button\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngomlilo\/#more-69\" aria-label=\"Read more about Amaphupha ngomlilo\">Funda okunye<\/a><\/p>\n","protected":false},"author":255,"featured_media":0,"comment_status":"open","ping_status":"open","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_jetpack_newsletter_access":"","_jetpack_dont_email_post_to_subs":false,"_jetpack_newsletter_tier_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paywalled_content":false,"_jetpack_feature_clip_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paid_content":false,"footnotes":"","jetpack_publicize_message":"Amaphupha ngomlilo:\nSiziva sinelunda ekunaziseni ukuba kungoku nje imixholo yethu iyafikeleleka nangolwimi lwesiXhosa. Samkela bonke abantu bethu abantetho isisiXhosa. ","jetpack_publicize_feature_enabled":true,"jetpack_social_post_already_shared":true,"jetpack_social_options":{"image_generator_settings":{"template":"highway","default_image_id":0,"font":"","enabled":false},"version":2},"jetpack_post_was_ever_published":false},"categories":[7,31],"tags":[55,69,68],"class_list":["post-69","post","type-post","status-publish","format-standard","hentry","category-amaphupha-neengcaciso-zawo","category-amaphupha-ngokukhanya-nomlilo","tag-amabhadi","tag-ukukhanya","tag-umlilo"],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO plugin v28.7 - https:\/\/yoast.com\/product\/yoast-seo-wordpress\/ -->\n<title>Amaphupha ngomlilo - iAfrika - isiXhosa<\/title>\n<meta name=\"robots\" content=\"index, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngomlilo\/\" \/>\n<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n<meta property=\"og:title\" content=\"Amaphupha ngomlilo - iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"og:description\" content=\"Xa siphupha ngomlilo kubalulekile ukuba sazi oku kulandelayo okanye sicinge ngako. Xa ubasa umlilo omkhulu oko kungathetha ukuba uza kulwa nomntu omaziyo. Ukuba uphupha ulawula umlilo kwaye uwusebenzisa ukufeza iimfuno zakho, leyo yintsingiselo elungileyo. Kwabanye ukuphembela umlilo kungabonisa ukuba bancedakala okanye umlilo lowo ubakhokele abo bakungqongileyo. Ukothisana umlilo wenkampu kunokubonisa isidingo okanye umdla wokuhlala nabanye ... Funda okunye\" \/>\n<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngomlilo\/\" \/>\n<meta property=\"og:site_name\" content=\"iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"article:published_time\" content=\"2021-04-19T13:55:00+00:00\" \/>\n<meta property=\"article:modified_time\" content=\"2024-07-16T15:15:12+00:00\" \/>\n<meta name=\"author\" content=\"silucoki\" \/>\n<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"silucoki\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:label2\" content=\"Est. reading time\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data2\" content=\"1 minute\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngomlilo\\\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngomlilo\\\/\"},\"author\":{\"name\":\"silucoki\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227\"},\"headline\":\"Amaphupha ngomlilo\",\"datePublished\":\"2021-04-19T13:55:00+00:00\",\"dateModified\":\"2024-07-16T15:15:12+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngomlilo\\\/\"},\"wordCount\":293,\"commentCount\":6,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"keywords\":[\"Amabhadi\",\"Ukukhanya\",\"Umlilo\"],\"articleSection\":[\"Amaphupha neengcaciso zawo\",\"Amaphupha ngokukhanya nomlilo\"],\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"CommentAction\",\"name\":\"Comment\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngomlilo\\\/#respond\"]}]},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngomlilo\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngomlilo\\\/\",\"name\":\"Amaphupha ngomlilo - iAfrika - isiXhosa\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\"},\"datePublished\":\"2021-04-19T13:55:00+00:00\",\"dateModified\":\"2024-07-16T15:15:12+00:00\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngomlilo\\\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngomlilo\\\/\"]}]},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/amaphupha-ngomlilo\\\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"Amaphupha ngomlilo\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"description\":\"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":{\"@type\":\"PropertyValueSpecification\",\"valueRequired\":true,\"valueName\":\"search_term_string\"}}],\"inLanguage\":\"en-ZA\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"width\":800,\"height\":296,\"caption\":\"iAfrika - isiXhosa\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\"}},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227\",\"name\":\"silucoki\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"silucoki\"},\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/author\\\/silucoki\\\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"Amaphupha ngomlilo - iAfrika - isiXhosa","robots":{"index":"index","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"canonical":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngomlilo\/","og_locale":"en_US","og_type":"article","og_title":"Amaphupha ngomlilo - iAfrika - isiXhosa","og_description":"Xa siphupha ngomlilo kubalulekile ukuba sazi oku kulandelayo okanye sicinge ngako. Xa ubasa umlilo omkhulu oko kungathetha ukuba uza kulwa nomntu omaziyo. Ukuba uphupha ulawula umlilo kwaye uwusebenzisa ukufeza iimfuno zakho, leyo yintsingiselo elungileyo. Kwabanye ukuphembela umlilo kungabonisa ukuba bancedakala okanye umlilo lowo ubakhokele abo bakungqongileyo. Ukothisana umlilo wenkampu kunokubonisa isidingo okanye umdla wokuhlala nabanye ... Funda okunye","og_url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngomlilo\/","og_site_name":"iAfrika - isiXhosa","article_published_time":"2021-04-19T13:55:00+00:00","article_modified_time":"2024-07-16T15:15:12+00:00","author":"silucoki","twitter_card":"summary_large_image","twitter_misc":{"Written by":"silucoki","Est. reading time":"1 minute"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngomlilo\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngomlilo\/"},"author":{"name":"silucoki","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227"},"headline":"Amaphupha ngomlilo","datePublished":"2021-04-19T13:55:00+00:00","dateModified":"2024-07-16T15:15:12+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngomlilo\/"},"wordCount":293,"commentCount":6,"publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"keywords":["Amabhadi","Ukukhanya","Umlilo"],"articleSection":["Amaphupha neengcaciso zawo","Amaphupha ngokukhanya nomlilo"],"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"CommentAction","name":"Comment","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngomlilo\/#respond"]}]},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngomlilo\/","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngomlilo\/","name":"Amaphupha ngomlilo - iAfrika - isiXhosa","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website"},"datePublished":"2021-04-19T13:55:00+00:00","dateModified":"2024-07-16T15:15:12+00:00","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngomlilo\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngomlilo\/"]}]},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngomlilo\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"Amaphupha ngomlilo"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","name":"iAfrika - isiXhosa","description":"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci","publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?s={search_term_string}"},"query-input":{"@type":"PropertyValueSpecification","valueRequired":true,"valueName":"search_term_string"}}],"inLanguage":"en-ZA"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization","name":"iAfrika - isiXhosa","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","contentUrl":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","width":800,"height":296,"caption":"iAfrika - isiXhosa"},"image":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/"}},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227","name":"silucoki","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","caption":"silucoki"},"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/author\/silucoki\/"}]}},"jetpack_publicize_connections":[],"jetpack_sharing_enabled":true,"jetpack-related-posts":[{"id":1269,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngabantwana-abasebancinci\/","url_meta":{"origin":69,"position":0},"title":"Amaphupha ngabantwana abasebancinci","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Ukuba uphupha umntwana oselula elele emadolweni, oko kunokuthetha ukuba kungekudala uza kuba nendwendwe. Ukuba umntwana omncinci echama, oko kungabonisa ithamsanqa ukuba ayibonisi ewujolise kuwe umchamo. Ukuba uphupha ukuba umntu omthandayo wazisa umntwana wakho kuwe, oko kunokuthetha ukuba kukho incoko eseleyo ukuba nayo okanye loo mntu usafuna ukuba ubuye kwaye uvuselele\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2767,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngengozi\/","url_meta":{"origin":69,"position":1},"title":"Izaci ngengozi","author":"silucoki","date":"27\/08\/2024","format":false,"excerpt":"Ukulala ngophothe: Ukuwa uthi tywaa, ude ufe isiqaqa ngakumbi xa ubethiwe.\u00a0 Ukusinda chebetshu: Ukuphoswa kancinci yinto eyonzakalisayo. Ukuphantse wonzakale. Ukusinda ngezikaSibi: Ukusinda cebetshu engozini.\u00a0 Ukusinda ngokulambisa: Ukusinda cebetshu.\u00a0 Ukunqumla iimpondo: Ukuthibaza umntu ondlongondlongo ukuba angenzi ngozi kubanye abantu. Oko kuthibaza kwenziwa ukubonisa loo mntu ukuba akanamandla nagunya lokwenza oko afuna\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2559,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/izaci-ngobuhlobo\/","url_meta":{"origin":69,"position":2},"title":"Izaci ngobuhlobo","author":"silucoki","date":"04\/06\/2024","format":false,"excerpt":"Amathe nolwimi: Abahlobo abevana kakhulu abasoloko bekunye. Izinto ezingahlukaniyo. Umzekelo: Awunakubohlula abo babini, ngamathe nolwimi.\u00a0 Abantu bayakhothana: Abantu abavanayo, abangabahlobo.\u00a0 Ukutyhilelana izisu: Ukuba ngabahlobo.\u00a0 Ukuba senyongweni: Ukuthandwa kakhulu.\u00a0 Inkom\u2019 edla yodwa: Umntu olilolo, ongafuni kudibana nabany\u2019 abantu.\u00a0 Umtya nethunga: Abantu abangohlukaniyo. Abahlobo abasoloko bekunye.\u00a0 Imbumba yamanyama: Ubumbano.\u00a0 Ukuba nenyama embi:\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":1695,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngejeli\/","url_meta":{"origin":69,"position":3},"title":"Amaphupha ngejeli","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Ukuba uphupha ijeli, kunokubakho ingozi ebomini bakho, ngakumbi umlilo.","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":2214,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngengozi\/","url_meta":{"origin":69,"position":4},"title":"Amaqhalo ngengozi","author":"iAfrika","date":"16\/04\/2024","format":false,"excerpt":"Nox\u2019 inyoka ifile nje ithambo layo lihlaba umntu afe: into enobuzaza ekucingwa ukuba idlule ze ethubeni ibuye ithi gqi sele inobungozi kwabo ibachaphazelayo. Umzekelo. Oonkabi bebeba babhungcile kanti ityala lisaqhuba ntonje bekusaphandwa. Bebengazi ukuba nox\u2019inyoka ifile nje ithambo layo liyahlaba. Ngoku bothuswa kukufikelwa yimisila ebagunyazisa ukuba bavele kwinkundla yamatyala. Ukuthwalis\u2019\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":21,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaqhalo-ngencoko\/","url_meta":{"origin":69,"position":5},"title":"Amaqhalo ngencoko","author":"iAfrika","date":"16\/04\/2024","format":false,"excerpt":"Igugu lingaba likhulu umbombo uyaqhosha: Akulunganga ukuqhayisa ngento ungekayifumani impumelelo yayo kuba uyakusuka uphoxeke ingenzeki ngolu hlobo ulindele ngalo. Umzekelo. Uyakuthini uZikali ukuba lo nyana wakhe akaphumelelanga emagqabini njengokuba edlisela ngaloo nto nje? Kanti ke igugu lingabalikhulu umbombo uyaqhosha. Ungavimb\u2019 ixhewukazi lisifa lungcume: Ukuncoma ubumnandi bento oyityayo kangangokuba ungabinamdla wokwabelana\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaqhalo neZaci&quot;","block_context":{"text":"Amaqhalo neZaci","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaqhalo-nezaci\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]}],"jetpack_shortlink":"https:\/\/wp.me\/pcur1I-17","jetpack_featured_media_url":"","_links":{"self":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/69","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/users\/255"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=69"}],"version-history":[{"count":6,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/69\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":3904,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/69\/revisions\/3904"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=69"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=69"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=69"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}