{"id":5793,"date":"2025-02-22T21:03:46","date_gmt":"2025-02-22T19:03:46","guid":{"rendered":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?p=5793"},"modified":"2025-04-16T18:21:57","modified_gmt":"2025-04-16T16:21:57","slug":"intsomi-yesixhosa-isikhukukazi-nabahlobo-baso","status":"publish","type":"post","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-isikhukukazi-nabahlobo-baso\/","title":{"rendered":"Intsomi yesiXhosa: Isikhukukazi nabahlobo baso"},"content":{"rendered":"\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Kwathi ke kaloku ngantsomi.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Kwakukho isikhukukazi esasinabahlobo abane, ihagu, ikati, inja kunye nempuku. Sasibathanda kakhulu aba bahlobo, kwaye singafuni kwahlukana nabo. Ngaminazan\u2019 ithile sathi sizizulazulela isikhukukazi sabona ikhozo lengqolowa, salichola. Sacinga ukuba sililime eli khozo, kodwa sacinga ukuba sikhe siye kubahlobo baso ukuze basincedise ekulimeni. Besakube behlangene sathi isikhukukazi kubo, \u201cBahlobo bam, ndichole ikhozo lengqolowa. Ngoku ndicinga ukuba sililime. Ngubani ofuna ukundincedisa ekulimeni?\u201c Hayi asindim,\u201d yatsho inja. \u201cNam asindim\u201d, ilandule nekati. \u201cIngendim torhwana,\u201d yatsho ihagu. \u201cNam andizukulunga,\u201d itshilo nempuku. Yahamba idanile ke inkuku, yazilimela ikhozo lengqolowa.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Ekuhambeni kwexesha, emva kokuba intshulile ingqolowa, kwafuneka kuhlakuliwe. Yaphinda yababiza abahlobo baso ifuna uncedo. Baphinda balandula abahlobo. Nangoko sazihlakulela isikhukukazi. Laphinda lafika ixesha lokuvuna. Saphinda saya kubahlobo ukuze bancedise ekuvuneni. Nalapho balandula kwakhona abahlobo. Sancama savuna sodwa nangoku isikhukhukazi. Sisakugqiba ukuvuna kwafuneka isiliwe ingqolowa. Balandula nakweli tyeli ukuncedisa abahlobo besikhukukazi. Nasekuxoveni abazange bavume ukuncedisa. Emva kokuxova sabhaka isonka saza samema abahlobo baso ukuba kuzokutyiwa umbhako. Sithe xa sibabona besiza savela satshixa iminyango neefestile. Sahlala phantsi isikhukukazi, sazityela isonka saso. Bakroba ngeefestile abahlobo becela ukuba isikhukukazi sibavulele emnyango bazokuncedisa ekutyeni isonka esimnandi sengqolowa. Bade bacela nokuba singaphosa nokuba ngamaqhekeza ngentunja yomnyango.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Yabangathi asibaboni, singabeva nokubeva. Sawutya sawugqiba loo mbhako isikhukukazi, sakugqiba sosula umlomo sihluthi kamnaaaandi.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><strong>Phela, phela ngantsomi.<\/strong><br><br><strong>Imfundiso:<\/strong> Umntu makaxhamle iziphumo zemisebenzi yakhe. Makangafuni ukuba yincukuthu efunxa igazi lomnye umntu.<\/p>\n","protected":false},"excerpt":{"rendered":"<p>Kwathi ke kaloku ngantsomi. Kwakukho isikhukukazi esasinabahlobo abane, ihagu, ikati, inja kunye nempuku. Sasibathanda kakhulu aba bahlobo, kwaye singafuni kwahlukana nabo. Ngaminazan\u2019 ithile sathi sizizulazulela isikhukukazi sabona ikhozo lengqolowa, salichola. Sacinga ukuba sililime eli khozo, kodwa sacinga ukuba sikhe siye kubahlobo baso ukuze basincedise ekulimeni. Besakube behlangene sathi isikhukukazi kubo, \u201cBahlobo bam, ndichole ikhozo lengqolowa. &#8230; <\/p>\n<p class=\"read-more-container\"><a title=\"Intsomi yesiXhosa: Isikhukukazi nabahlobo baso\" class=\"read-more button\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-isikhukukazi-nabahlobo-baso\/#more-5793\" aria-label=\"Read more about Intsomi yesiXhosa: Isikhukukazi nabahlobo baso\">Funda okunye<\/a><\/p>\n","protected":false},"author":255,"featured_media":0,"comment_status":"open","ping_status":"open","sticky":false,"template":"","format":"standard","meta":{"_jetpack_newsletter_access":"","_jetpack_dont_email_post_to_subs":false,"_jetpack_newsletter_tier_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paywalled_content":false,"_jetpack_feature_clip_id":0,"_jetpack_memberships_contains_paid_content":false,"footnotes":"","jetpack_publicize_message":"","jetpack_publicize_feature_enabled":true,"jetpack_social_post_already_shared":true,"jetpack_social_options":{"image_generator_settings":{"template":"highway","default_image_id":0,"font":"","enabled":false},"version":2},"jetpack_post_was_ever_published":false},"categories":[3343],"tags":[3344],"class_list":["post-5793","post","type-post","status-publish","format-standard","hentry","category-iintsomi-zesixhosa","tag-ubuntu"],"yoast_head":"<!-- This site is optimized with the Yoast SEO plugin v28.3 - https:\/\/yoast.com\/product\/yoast-seo-wordpress\/ -->\n<title>Intsomi yesiXhosa: Isikhukukazi nabahlobo baso - iAfrika - isiXhosa<\/title>\n<meta name=\"robots\" content=\"index, follow, max-snippet:-1, max-image-preview:large, max-video-preview:-1\" \/>\n<link rel=\"canonical\" href=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-isikhukukazi-nabahlobo-baso\/\" \/>\n<meta property=\"og:locale\" content=\"en_US\" \/>\n<meta property=\"og:type\" content=\"article\" \/>\n<meta property=\"og:title\" content=\"Intsomi yesiXhosa: Isikhukukazi nabahlobo baso - iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"og:description\" content=\"Kwathi ke kaloku ngantsomi. Kwakukho isikhukukazi esasinabahlobo abane, ihagu, ikati, inja kunye nempuku. Sasibathanda kakhulu aba bahlobo, kwaye singafuni kwahlukana nabo. Ngaminazan\u2019 ithile sathi sizizulazulela isikhukukazi sabona ikhozo lengqolowa, salichola. Sacinga ukuba sililime eli khozo, kodwa sacinga ukuba sikhe siye kubahlobo baso ukuze basincedise ekulimeni. Besakube behlangene sathi isikhukukazi kubo, \u201cBahlobo bam, ndichole ikhozo lengqolowa. ... Funda okunye\" \/>\n<meta property=\"og:url\" content=\"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-isikhukukazi-nabahlobo-baso\/\" \/>\n<meta property=\"og:site_name\" content=\"iAfrika - isiXhosa\" \/>\n<meta property=\"article:published_time\" content=\"2025-02-22T19:03:46+00:00\" \/>\n<meta property=\"article:modified_time\" content=\"2025-04-16T16:21:57+00:00\" \/>\n<meta name=\"author\" content=\"silucoki\" \/>\n<meta name=\"twitter:card\" content=\"summary_large_image\" \/>\n<meta name=\"twitter:label1\" content=\"Written by\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data1\" content=\"silucoki\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:label2\" content=\"Est. reading time\" \/>\n\t<meta name=\"twitter:data2\" content=\"1 minute\" \/>\n<script type=\"application\/ld+json\" class=\"yoast-schema-graph\">{\"@context\":\"https:\\\/\\\/schema.org\",\"@graph\":[{\"@type\":\"Article\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-isikhukukazi-nabahlobo-baso\\\/#article\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-isikhukukazi-nabahlobo-baso\\\/\"},\"author\":{\"name\":\"silucoki\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227\"},\"headline\":\"Intsomi yesiXhosa: Isikhukukazi nabahlobo baso\",\"datePublished\":\"2025-02-22T19:03:46+00:00\",\"dateModified\":\"2025-04-16T16:21:57+00:00\",\"mainEntityOfPage\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-isikhukukazi-nabahlobo-baso\\\/\"},\"wordCount\":221,\"commentCount\":0,\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"keywords\":[\"Ubuntu\"],\"articleSection\":[\"Iintsomi zesiXhosa\"],\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"CommentAction\",\"name\":\"Comment\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-isikhukukazi-nabahlobo-baso\\\/#respond\"]}]},{\"@type\":\"WebPage\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-isikhukukazi-nabahlobo-baso\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-isikhukukazi-nabahlobo-baso\\\/\",\"name\":\"Intsomi yesiXhosa: Isikhukukazi nabahlobo baso - iAfrika - isiXhosa\",\"isPartOf\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\"},\"datePublished\":\"2025-02-22T19:03:46+00:00\",\"dateModified\":\"2025-04-16T16:21:57+00:00\",\"breadcrumb\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-isikhukukazi-nabahlobo-baso\\\/#breadcrumb\"},\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"potentialAction\":[{\"@type\":\"ReadAction\",\"target\":[\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-isikhukukazi-nabahlobo-baso\\\/\"]}]},{\"@type\":\"BreadcrumbList\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/intsomi-yesixhosa-isikhukukazi-nabahlobo-baso\\\/#breadcrumb\",\"itemListElement\":[{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":1,\"name\":\"Home\",\"item\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\"},{\"@type\":\"ListItem\",\"position\":2,\"name\":\"Intsomi yesiXhosa: Isikhukukazi nabahlobo baso\"}]},{\"@type\":\"WebSite\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#website\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"description\":\"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci\",\"publisher\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\"},\"potentialAction\":[{\"@type\":\"SearchAction\",\"target\":{\"@type\":\"EntryPoint\",\"urlTemplate\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/?s={search_term_string}\"},\"query-input\":{\"@type\":\"PropertyValueSpecification\",\"valueRequired\":true,\"valueName\":\"search_term_string\"}}],\"inLanguage\":\"en-ZA\"},{\"@type\":\"Organization\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#organization\",\"name\":\"iAfrika - isiXhosa\",\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/\",\"logo\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\",\"url\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/i0.wp.com\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/wp-content\\\/uploads\\\/sites\\\/2\\\/2021\\\/02\\\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1\",\"width\":800,\"height\":296,\"caption\":\"iAfrika - isiXhosa\"},\"image\":{\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/logo\\\/image\\\/\"}},{\"@type\":\"Person\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/#\\\/schema\\\/person\\\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227\",\"name\":\"silucoki\",\"image\":{\"@type\":\"ImageObject\",\"inLanguage\":\"en-ZA\",\"@id\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"url\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"contentUrl\":\"https:\\\/\\\/secure.gravatar.com\\\/avatar\\\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g\",\"caption\":\"silucoki\"},\"url\":\"https:\\\/\\\/iafrika.org\\\/xh\\\/author\\\/silucoki\\\/\"}]}<\/script>\n<!-- \/ Yoast SEO plugin. -->","yoast_head_json":{"title":"Intsomi yesiXhosa: Isikhukukazi nabahlobo baso - iAfrika - isiXhosa","robots":{"index":"index","follow":"follow","max-snippet":"max-snippet:-1","max-image-preview":"max-image-preview:large","max-video-preview":"max-video-preview:-1"},"canonical":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-isikhukukazi-nabahlobo-baso\/","og_locale":"en_US","og_type":"article","og_title":"Intsomi yesiXhosa: Isikhukukazi nabahlobo baso - iAfrika - isiXhosa","og_description":"Kwathi ke kaloku ngantsomi. Kwakukho isikhukukazi esasinabahlobo abane, ihagu, ikati, inja kunye nempuku. Sasibathanda kakhulu aba bahlobo, kwaye singafuni kwahlukana nabo. Ngaminazan\u2019 ithile sathi sizizulazulela isikhukukazi sabona ikhozo lengqolowa, salichola. Sacinga ukuba sililime eli khozo, kodwa sacinga ukuba sikhe siye kubahlobo baso ukuze basincedise ekulimeni. Besakube behlangene sathi isikhukukazi kubo, \u201cBahlobo bam, ndichole ikhozo lengqolowa. ... Funda okunye","og_url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-isikhukukazi-nabahlobo-baso\/","og_site_name":"iAfrika - isiXhosa","article_published_time":"2025-02-22T19:03:46+00:00","article_modified_time":"2025-04-16T16:21:57+00:00","author":"silucoki","twitter_card":"summary_large_image","twitter_misc":{"Written by":"silucoki","Est. reading time":"1 minute"},"schema":{"@context":"https:\/\/schema.org","@graph":[{"@type":"Article","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-isikhukukazi-nabahlobo-baso\/#article","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-isikhukukazi-nabahlobo-baso\/"},"author":{"name":"silucoki","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227"},"headline":"Intsomi yesiXhosa: Isikhukukazi nabahlobo baso","datePublished":"2025-02-22T19:03:46+00:00","dateModified":"2025-04-16T16:21:57+00:00","mainEntityOfPage":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-isikhukukazi-nabahlobo-baso\/"},"wordCount":221,"commentCount":0,"publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"keywords":["Ubuntu"],"articleSection":["Iintsomi zesiXhosa"],"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"CommentAction","name":"Comment","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-isikhukukazi-nabahlobo-baso\/#respond"]}]},{"@type":"WebPage","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-isikhukukazi-nabahlobo-baso\/","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-isikhukukazi-nabahlobo-baso\/","name":"Intsomi yesiXhosa: Isikhukukazi nabahlobo baso - iAfrika - isiXhosa","isPartOf":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website"},"datePublished":"2025-02-22T19:03:46+00:00","dateModified":"2025-04-16T16:21:57+00:00","breadcrumb":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-isikhukukazi-nabahlobo-baso\/#breadcrumb"},"inLanguage":"en-ZA","potentialAction":[{"@type":"ReadAction","target":["https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-isikhukukazi-nabahlobo-baso\/"]}]},{"@type":"BreadcrumbList","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-isikhukukazi-nabahlobo-baso\/#breadcrumb","itemListElement":[{"@type":"ListItem","position":1,"name":"Home","item":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/"},{"@type":"ListItem","position":2,"name":"Intsomi yesiXhosa: Isikhukukazi nabahlobo baso"}]},{"@type":"WebSite","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#website","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","name":"iAfrika - isiXhosa","description":"Amaphupha neengcaciso, Iziduko, Amaqhalo neZaci","publisher":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization"},"potentialAction":[{"@type":"SearchAction","target":{"@type":"EntryPoint","urlTemplate":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/?s={search_term_string}"},"query-input":{"@type":"PropertyValueSpecification","valueRequired":true,"valueName":"search_term_string"}}],"inLanguage":"en-ZA"},{"@type":"Organization","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#organization","name":"iAfrika - isiXhosa","url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/","logo":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/","url":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","contentUrl":"https:\/\/i0.wp.com\/iafrika.org\/xh\/wp-content\/uploads\/sites\/2\/2021\/02\/Fullform_Logo_Primary.png?fit=800%2C296&ssl=1","width":800,"height":296,"caption":"iAfrika - isiXhosa"},"image":{"@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/logo\/image\/"}},{"@type":"Person","@id":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/#\/schema\/person\/8052d6def9380934fb4d2abd47ea5227","name":"silucoki","image":{"@type":"ImageObject","inLanguage":"en-ZA","@id":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","url":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","contentUrl":"https:\/\/secure.gravatar.com\/avatar\/ce8acd26ae165129129226a91d6dbc92cc0b45950c162f045251586b6268b7d8?s=96&d=mm&r=g","caption":"silucoki"},"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/author\/silucoki\/"}]}},"jetpack_publicize_connections":[],"jetpack_sharing_enabled":true,"jetpack-related-posts":[{"id":5808,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-unomahamle\/","url_meta":{"origin":5793,"position":0},"title":"Intsomi yesiXhosa: UNomahamle","author":"silucoki","date":"28\/02\/2025","format":false,"excerpt":"Kwathi ke kaloku ngantsomi. Kwakukho utata nomama benabantwana ababini abangamantombazana. Aba bantwana abazange bakhe baye kulo nina kuba kwakukude kakhulu. Bathe besakukhula baman\u2019 ukucela kunina ukuba bakhe bandwendwele kowabo. Kodwa njalo xa becela wayengavumi uyise. Kuthe ngelingeni xa unina emane ukubacelela, wade wavuma uyise. Mhla benduluka unina wabachazela indlela abazakuyithatha\u2026","rel":"","context":"In &quot;Iintsomi zesiXhosa&quot;","block_context":{"text":"Iintsomi zesiXhosa","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/iintsomi-zesixhosa\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5796,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-isigebenga-siyahlaselwa\/","url_meta":{"origin":5793,"position":1},"title":"Intsomi yesiXhosa: Isigebenga siyahlaselwa","author":"silucoki","date":"22\/02\/2025","format":false,"excerpt":"Kwathi ke kaloku ngantsomi. Kwakukho izigebenga ezaziyokuzingela into etyiwayo. Zahamba, zahamba, zahamba, zingade zifumane kwanto. Kwade kwasebusuku zizingela, zagqiba kwelokuba mazibuyele ezindaweni zazo ze zibuye zizingele kusuku olulandelayo. Zafathula kobo bumnyama endleleni egodukayo, zihamba zihlofeka kumahlahla nemixawuka. Kwabakho esi sigebenga siye sabona igxamesi, saza sayokungena kulo. Kwakusekumnyama tsiki, ungenako nokubona\u2026","rel":"","context":"In &quot;Iintsomi zesiXhosa&quot;","block_context":{"text":"Iintsomi zesiXhosa","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/iintsomi-zesixhosa\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5781,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-umvundla-nendlovu-kunye-nemvubu\/","url_meta":{"origin":5793,"position":2},"title":"Intsomi yesiXhosa: UMvundla neNdlovu kunye neMvubu","author":"silucoki","date":"16\/02\/2025","format":false,"excerpt":"Kwahlala, kwahlala kwayintsomi. Kudala-dala ilizwe lalilihle, imvula isina, kuluhlaza yaka, endle phaya, ilizwe liyintombazana. Umvundla wacinga ukuba ukuze ungabinangxaki xa libuye labalela kufuneka elimile. Kodwa wacinga ukuba akazukuba namandla okulima umhlaba okumlinge wentsimi. Wacinga, wacinga, wacinga, wagqiba kwelokuba makayokudibana nendlovu ayicele ukuze bancedisane ekulimeni umbona. Ngenene wahlangana nendlovu, nayo yabona\u2026","rel":"","context":"In &quot;Iintsomi zesiXhosa&quot;","block_context":{"text":"Iintsomi zesiXhosa","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/iintsomi-zesixhosa\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":1716,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngezinja\/","url_meta":{"origin":5793,"position":3},"title":"Amaphupha ngezinja","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Ukuba uphupha inja, inokuba luphawu oluhle ukuba iziphathe kakuhle, ngakumbi ukuba yinjana. Noko ke, ukuba inja ayikhathali, ilwa okanye iphule izinto, kusenokuthetha ukuba kungekudala uza kuba nengxaki ebomini bakho, ingakumbi kubantu abangathembekanga. Ukuba inja iyakuluma, ngoko kunokubakho. Ukuba iyakhonkotha okanye iyabhomboloza, oko kunokuthetha ukugula okanye ukufa kusapho lwakho. Ukuba uphupha\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":1681,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/amaphupha-ngehagu\/","url_meta":{"origin":5793,"position":4},"title":"Amaphupha ngehagu","author":"iAfrika","date":"08\/12\/2023","format":false,"excerpt":"Ukuba uphupha ngokutya inyama yehagu, oko kunokuthetha ukuba uya kuphulukana nento ebalulekileyo kuwe. Ukuba uphupha ihagu, inokuba ilungile okanye imbi. Ukuba uwela indlela yakho kwaye ubaleke kude nawe, kunokuthetha ukuba uya kuphoswa lithuba elikhulu. Ukuba ayikukhathaleli, ngoko unokuphumelela kwaye ube sisityebi. Ukuba uphupha ihagu eyindoda ngokukodwa, oko kunokuthetha ukuba umfazi\u2026","rel":"","context":"In &quot;Amaphupha neengcaciso zawo&quot;","block_context":{"text":"Amaphupha neengcaciso zawo","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/amaphupha-neengcaciso-zawo\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]},{"id":5779,"url":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/intsomi-yesixhosa-umsila-wembila\/","url_meta":{"origin":5793,"position":5},"title":"Intsomi yesiXhosa: Umsila wembila","author":"silucoki","date":"16\/02\/2025","format":false,"excerpt":"Kwathi ke kaloku ngantsomi. Inkosi yezilo nezilwanyana, ingonyama, yabiza imbizo yazo zonke izilwanyana. Kule ntlanganiso isilwanyana ngasinye sasizakunikwa umsila ngokohlobo lwaso. Le misila yayizakuzinceda ekuphekuzeni izibawu, iimbuzane, iimpukane kunye nezinye izinambuzane ezithi zinambuzelele kuzo. Kwakhona le misila yayizakuzinceda ekuxhathiseni. Yaba yimingcelele nemiqodi yezilo nezilwanyana ukuya nokubuya komkhulu. Bezithi xa zibuya\u2026","rel":"","context":"In &quot;Iintsomi zesiXhosa&quot;","block_context":{"text":"Iintsomi zesiXhosa","link":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/category\/iintsomi-zesixhosa\/"},"img":{"alt_text":"","src":"","width":0,"height":0},"classes":[]}],"jetpack_shortlink":"https:\/\/wp.me\/pcur1I-1vr","jetpack_featured_media_url":"","_links":{"self":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/5793","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts"}],"about":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/types\/post"}],"author":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/users\/255"}],"replies":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/comments?post=5793"}],"version-history":[{"count":3,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/5793\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":5888,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/posts\/5793\/revisions\/5888"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=5793"}],"wp:term":[{"taxonomy":"category","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/categories?post=5793"},{"taxonomy":"post_tag","embeddable":true,"href":"https:\/\/iafrika.org\/xh\/wp-json\/wp\/v2\/tags?post=5793"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}